UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezolimo
Umhlaba & Nezixhobo
UMHLABA & NEZIXHOBO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Iinkonzo zonkcenkceshelo
Icandelwana lonkcenkceshelo kwiCandelo loLawulo lwezobuNjineli bezoLimo linikezela ngengcebiso nezikhokelo zokunceda abo bangabankcenkcesheli ukuba amanzi bawasebenzise ngendlela enocikizeko. Ezi ngcebiso ke nezi zikhokelo zibandakanya nokuhlolwa kwendlela ezicwangciswe ngayo izinto zokunkcenkceshela kwakunye nokuzihlola indlela ezisebenza ngayo phaya emasimini ezi zinto zokunkcenkceshela, khona ukuze kuqinisekiswe ukuba ziyahambelana nemigangatho ... 
Isikhokelo Kwiindleko Zoomatshini
Esi sikhokelo sihlanganiselwe ukuncediasana namafama, abasebenzi abongezelelweyo, abaphandi kwanabanye ababandakanyekayo kwimicimbi yaloo efama yenkcitho kwanasekuthatyathweni kwezigqibo ezinento yokwenza noomatshini. 
Ukuhlolwa Komhlaba Ongaphiliyo, Izityalo, Ikalika, Isichumisi, Umgquba Namanzi
Amafama anikwa iinkonzo zocwangciso lokusetyenziswa kwemitshini ngeenjongo zokuqinisekisa ukuba amafama azisebenzisa kangangoko nangokufanelekileyo izixhobo zokusebenza zolimo. Umba wokukhuthazwa koLimo Olunolondolozo apha eNtshona Koloni (ukungaphethulwa qho komhlaba, ukulawulwa kwentsalela yezilimo emva kokuba kuvuniwe ukuze umhlaba ukwazi ukuwugcina umnyakamo wawo kwakunye nokulandelwa kwenkqubo yokuzitshintsha-tshintsha izilimo) yeyona nto ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
