UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezotyelelo & Nezohambo
Ukuqala & Ukhulise Ishishini Lakho
IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho
IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho
INKCAZELO:
INkqubo yeDesika yoNcedo kwezoKhenketho iqaliselwe ukunikezela uncedo kubarhwebi kwezokhenketho. IDesika yoNcedo nganye kwezoKhenketho iphawula ngokudlamkileyo amathuba kunye nabarhwebi ekuqaliseni ukukhula kwezoKhenketho kwii-SMME ingakumbi kwimimandla esemaphandleni. Olu ncedo lulandelayo luya nikezelwa:
Kugcinwe incwadi enoluhlu lwamagama abanikezeli benkxaso, amathuba oshishino, amathuba enkxaso-mali kunye neqela labalamli abanolwazi ngoku abanokuthi abarhwebi bancedakale kulo.
Inyathelo lokuqala elidityanelweyo koku liya bhexesha okanye lenziwe lula.
Kunikezwa uncedo ekwenzeni izicwangciso zoshishino.
Iingcebiso kugcino lweencwadi namaxwebhu luyafumaneka.
Ulwazi jikelele nengcaciso ethile iyanikezwa malunga noshishino kwezokhenketho.
Iindibano zeengxoxo ze-SMME ziyabanjwa, zibhexeshwa licandelo lezokhenketho, iingcaphephe kurhwebo noshishino ekuncedeni abarhwebi abatsha ekuphuhliseni amashishini abo abheke phambili.
IMIYALELO:
Xa ufuna ulwazi olulolunye, nceda qhagamshelana no-:
Inombolo yomnxeba: 021 483 4165
Ifeksi: 021 483 3018
La mabakala amaziko:
Amacandelo Oshishino Lwezokhenketho Anikezela Ngoncedo
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
