UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ubomi Bakho
Imiba Yomthetho
IMIBA YOMTHETHO
Ukufumana Uncedo Lwezomthetho (IiNkonzo)
Ukuba awunako ukuhlawula igqwetha, ungafumana uncedo lwezomthetho (uncedo ngezemali kwimirhumo yamagqwetha). Kuya kufuneka uphumelele uvavanyo olubizwa ngokuba yi-'means test', oko kukuthi, kufuneka ubonise ukuba urhola imali ngenyanga engaphantsi kwexabiso elimiswe yiBhodi yoNcedo lwaseMthethweni. Eli xabiso liyatshintsha xa ungatshatanga okanye utshatile kwaye likwatshintsha ngokuhamba kwamaxesha. Kufuneka ... 
Iinkundla zoMzantsi Afrika (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba usabhidekile ngumcimbi weenkundla zoMzantsi Afrika? Olu xwebhu ke lucacisa ubume beenkundla zoMzantsi Afrika, yaye luneenkcukacha zoqhagamshelwano zeenkundla ndawonye namakhonkco akuqhagamshela kwizigqibo zazo ezifumaneka kwi-internet. 
INkundla Yenkxaso-mali Yesondlo Sabantwana (IBakala Lezxhobo)
INkundla Yamabango Amancinci (IBakala Lezxhobo)
INkundla Yamatyala Esondo (IBakala Lezxhobo)
Iinkundla Ezijongana Nokulingana (IBakala Lezxhobo)
IiNkundla Zamabango Amancinci (IiNkonzo)
IiNkundla Zamabango Amancinci zisebenza ngemiba yoluntu apho ibango lingaphantsi kwama-R7000. Zikholo ukwenza ukuba inkqubo yeenkundla ikhawuleze. 
Ukufaka Ibango Kwingxowa-mali Yeengozi Zendlela (IiNkonzo)
Yintoni iNgxowa-mali Yeengozi Zendlela? Ngubani onokufaka ibango kule ngxowa-mali? Ungayifumanela ukwenza ntoni imali? Yintoni ukungakhathali? Libango lemali engakanani onokulifaka? Ibango liphunyezwa emva kwexesha elingakanani? Ulifaka njani ibango kule Ngxowa-mali? Lifakwa phi ibango? ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
