UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amashishini Amancinci
Uncedo Kubanini-mashishini Abasakhulayo
Uncedo Kubanini-mashishini Abasakhulayo
INKCAZELO:
Ngo-2001/2002 abafundi abangama-3000 abavela kwizikolo ezingama-64 baye baziswa ngoqeqesho loshishino.
Aba banikezeli ngeenkonzo balandelayo nabanceda abanini-mashishini abasakhulayo ngenkxaso kaRhulumente wePhondo.
I-Ziphelele
I-JASA iqhuba iinkqubo ezintathu ikhuthaza ubunini bamashishini kulutsha.
I-EDP isekelezwe ezikolweni yaye ilungele abafundi ukusuka kwiNqanaba lokuqala ukuya kwele-12. Ootitshala basebenzisa imidlalo, imisebenzi yokulinganisa, iinkqubo nemidlalo yokulinganisa ukunceda ulutsha lube nokuqonda uqoqosho noshishino.
Le nkqubo ijoliswe ekunikezeleni uqeqesho loshishino nobuchule ngobomi kubafundi bezikolo zamabanga aphezulu. Ezi zakhono ziza kubanceda ukuba bathabathe inxaxheba kwingqesho yequmrhu okanye yoshishino kunye/okanye ukuqalisa awabo amashishini. Abafundi baqokelelwa kwiindawo ezineemeko ezahlukeneyo ngokwenkcubeko. Emva kokuthabatha inxaxheba enkqubeni, abafundi bafumana ithuba lokubhala uviwo loshishini lwamazwe ngamazwe oluqhutywa yiYunivesithi yaseCambridge, eUnited Kingdom.
I-BESP inceda abantu abatsha abangagqibanga ukufunda bengenakufumana misebenzi. Le nkqubo iqeqesha ulutsha ukuba luzidalele amathuba emisebenzi ze lukwazi nokuwagcina. Ezinye iinkonzo ezinikezelwayo ziquka:
uphuhliso lwezicwangciso zeshishini ukunceda bafumane imali-mboleko ebhankini ukusekwa kweshishini ukunika iingcebiso.
Inombolo Yomnxeba: 021 448 7501
Ifeksi: 021 448 7560
Ingxowa-mali yoLutsha, uMsobomvu, inceda ukudala amathuba emisebenzi nobunini-mashishini kulutsha ngokuyila, ukuxhasa ngezimali nokunika inkxaso kwiinkqubo ezisebenzayo. Le ngxowa-mali yasekwa nguRhulumente womZantsi Afrika ukukhawulelana nentswela-msebenzi kulutsha lweli.
Kuqala, le nkqubo yesiboniso iza kuvavanywa kumaPhondo amahlunu, kuquka neNtshona Kapa.
Ulwazi Neengcebiso Ezifumaneka Kwikhompyutha
ukuba ngaba ungakwazi na ukumelana nokuba ngumnini weshishini ukuba ungasenza njani na isicwangciso soshishino ukuba ungawabhaqa njani na amathuba oshishino nokuba ungalibhalisa njani futhi uliqale njani na ishishi lakho
Umsobomvu ukwavelisele abanini bamashishini abasebatsha iincwadana ezinika umkhomba-ndlela ezithi:
ZIPHILELE
Le Nqubo yoLutsha inikezela ngezi nkqubo zilandelayo:
iinkqubo zomsebenzi wobugcisa kunye nenkxaso yobuchule uphuhliso lobuchule boshishino uqeqesho lobugcisa.
Inombolo Yomnxeba: 021 448 6761
IMIYALELO:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho (IiNkonzo)
Inkqubo Yophuhliso Lwababoneleli Kumashishini Amnyama (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
