UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amashishini Amancinci
Iingcebiso Kumashishini Asakhasayo
Iingcebiso Kumashishini Asakhasayo
INKCAZELO:
Ukuba ishishini lakho linento yokwenza nezokhenketho, iingcali zecandelo Lophuhliso Loshishino Lwezokhenketho zinikezela ngeengcebiso nenkxaso , kuquka namacandelo angamashumi amabini anesibini Oncedo Kushishino Lwezokhenketho akweli phondo ngokubanzi.
Khawujonge olu luhlu lala macandelo Oncedo Kushishino Lwezokhenketho
Ukuba ishishini lakho lelezolimo, kukwakho uthotho lweenkqubo zenkxaso ezikumgangatho ophakamileyo ezinikezelwa Kushishino Lwezokhenketho. Ezinye zezi nkonzo zilandelayo nazo zingalulutho:
Inkxaso kulimo lweemveliso zomgquba
Inkonzo Eyandisiweyo Kumafama yeSebe Lezolimo
Iingcebiso Ngokuqalisa inkampani eyenziwe yimibutho esebenzisanayo
Kukwakho nothotho lwemibutho engekho phantsi kolawulo lukarhulumente kwakunye naleyo ingekho phantsi kolawulo lukarhulumente apha kwiNtshona Kapa, enikezela ngeenkonzo zeengcebiso zoshishino. Ukuze ufumanise okunye ngale mibutho, jonga uluhlu lwethu lwezixhobo zoncedo kumashishini asakhasayo iBusiness and Entrepreneurial Training.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Iinkqubo Zokuncedana Namashishini Asakhasayo Afikelele Kwiinkxaso-mali Nolwazi Kumashishini (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
