UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ukuzonwabisa
Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni
Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni
INKCAZELO:
Iindwendwe ezisafuna ukuhlala ixeshana kulo naliphi na elinye lamaziko olondolozo lwendalo eNtshona Kapa kudingeka ukuba zifake izicelo zoko kwangethuba. Amaziko kwakunye neendleko zahluka ngokweendawo abantu abakuzo.
Iihambo ezahlukeneyo zokwenyuka iintaba kwakunye neendawo zokuhlala ekunokulalwa kuzo zifumaneka kule mimandla ilandelayo:
IMIYALELO:
Kule nombolo yomnxeba: 021 426 0723
Inombolo yomnxeba: 021 424 7450
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IBhodi yoLondolozo lweNdalo yeNtshona Koloni
IXABISO:
Cofa apha ukuze ufumane ezinye iinkcukacha ngeerhafu.. /p
YAYAMENE
Amaphepha-mvume okuqhuba elwandle kwaneZiqinisekiso zokuSebenza Ngeendawo Zokudlala ngamaPhenyane (IiNkonzo)
Ukunikezelwa Kwamaphepha-mvume Olondoozo lweNdalo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
