UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Isebe Lezempilo
IiNkonzo
Ubugcisa Nenkcubeko
Amathala Eencwadi
Ithala Lophuhliso Noqeqesho Kwizakhono (iSebe Leenkonzo Zempilo Zesithili Sikamaspala Ombaxa)
Ithala Lophuhliso Noqeqesho Kwizakhono (iSebe Leenkonzo Zempilo Zesithili Sikamaspala Ombaxa)
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
YIBA LILUNGU
Zitsalele iphetshana lobulungu
Ubutyebi obuqulethwe leli thala bambathisa zonke iinkalo zempilo - ezangoku nezakudala - ezinokuqondwa kakuhle nguye wonke ubani kwakunye nabasebenzi kweli candelo lezempilo. Obu bukwaqulethe amacandelo kwezolawulo, kwakunye nophuhliso noqeqesho kwizakhono. Onu butyebi lukwaquka iincwadi, amaphepha-ndaba kunye nemifanekiso bhanya-bhanya. Amaphetshana anikezelwayo naxhonywayo kwakunye neentsilathi ayafumabeka ukuze asasazwe kodwa ke ambalwa.
Ukuba lilungu
Amaphepha-ndaba eli Thala
Uphando
Imbalelwano Yangaphakathi (Iinkonzo Ezingxamisekileyo Zeposi)
Sifumaneka phi?
Amaxesha Okusebenza
Iinkcukacha Zoqhagamshelwano
IMIYALELO:
IIMPEPHA-NKCUKACHA ZAMATHALA
: Kwiincwadi Ezintsha
: Kwiincwadi Ezintsha
: Iincwadi Ezintsha
: Iincwadi Ezintsha
: Iincwadi Ezintsha
: Iincwadi Ezintsha
: Iincwadi Ezintsha
: Amaphepha-ndaba Neencwadi Ezintsha
: Iincwadi Ezintsha
UKUBA LILUNGU
Ukuze ube lilungu kufuneka ugcwalise ikhadana (yiza nencwadana yakho yesazisi yaye ukuba ungomnye wabasebenzi bakarhulumente wephondo, yiza nayo nenombolo yakho yasemsebenzini).
Ungazithatha iincwadi, amaphepha-ndaba okanye imifanekiso bhanya-bhanya ngoko nangoko. Iincwadi, amaphepha-ndaba nemifanekiso bhanya-bhanya zonke zingabolekwa ixesha elingangeeveki ezintathu. Le mpahla ingahlaziywa ukuba akukabikho mntu sele eyalezele ukuyigcinelwa yakubuya.
Ukususela ngomhla wokuqala kwinyanga yeKhala apha ku-2005, kuya kufuneka ukhuphe intlawulo ngazo iincwadi ozibuyise emva kwexesha okanye ongazihlaziyanga. Nceda ufake nemali esisohlwayo xa ubuyisa iincwadi zakho. Uya kuxolelwa ungohlwaywa kwiintsuku ezimbini zokuqala.
Iveki 1 - 50c ngencwadi nganye
Iveki 2 - R1 ngencwadi nganye
Iveki 3 - R2 ngencwadi nganye
Iveki 4 - R3 ngencwadi nganye njalo-njalo.
Nceda wazi ke ngoko ukuba kuya kufuneka uhlawule ixabiso lempahla yeli thala ongayibuyisdanga.
Ukuze sibe nokukugcina uphambili ngeendaba nako konke okutsdha kweli thala, siya kuthumela iinkcukacha-mpepha eziqulethe zonke iincwadi ezintsha kuwo onke amaziko empilo esi Sixekokazi, nge-email, rhoqo okanye ungazigrumbela iinkcukacha ngeencwadi ezintsha zeli thala apha:
Iphepha leenkcukacha zeli thala 1: Iincwadi Ezintsha
Iphepha leenkcukacha zeli thala 2: Amaphepha-ndaba Neencwadi Ezintsha
Iphepha leenkcukacha zeli thala 3: Iincwadi Ezintsha
Iphepha leenkcukacha zeli thala 4: Iincwadi Ezintsha
Iphepha leenkcukacha zeli thala 5: Iincwadi Ezintsha
Iphepha leenkcukacha zeli thala 6: Iincwadi Ezintsha
Iphepha leenkcukacha zeli thala 7: Iincwadi Ezintsha
UPHANDO
Uncedo ngemibuzo enento yokwenza nophando, kuquka ukukhangela nge-Internet, lungacelwa.
IMBALELWANO YANGAPHAKATHI (INKONZO EKHAWULEZILEYO YOKUTHUNYELWA KWEPOSI)
Iincwadi, amaphepha-ndaba, kwakunye nemihlathi ekotshiweyo ingathi ithunyelwe kubasebenzisi beli thala xa bethi bacele oko kwangexesha kusetyenziswa le nkonzo ikhawulezileyo yokuthunyelwa kweposi, ukuba ilungu elo alikwazi kuziyela ngokwalo okanye lithumele umntu aye kulilandela.
SIFUMANEKA PHI?
Eli Thala lifumaneka emva kweBremer Complex, kwisango leSebe Lophuhliso Noqeqesho Kwizakhono.
Ithala Lophuhliso Noqeqesho Kwizakhono - inombolo yegumbi 92
AMAXESHA OKUSEBENZA
IINKCUKACHA ZOQHAGAMSHELWANO
Inombolo Yomnxeba: 021 918 1726 / 918 1671
La mabakala amaziko:
Ubugcisa Nenkcubeko
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Iinkonzo Zempilo Zezithili Zenqila (Isebe Lezempilo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
