UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
URhulumente & Nolawulo Ngentando Yesininzi
Ukusekwa kwamaqela oPhuhliso lwezoQoqosho lukaMasipala weBhunga leSithili
Ukusekwa kwamaqela oPhuhliso lwezoQoqosho lukaMasipala weBhunga leSithili
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Ukusekwa kwamaqela oPhuhliso lwezoQoqosho kwinqanaba looMasipala kuza kunceda abasemagunyeni apho ukuba banyusele uphuhliso lwezoqoqosho lwalapho kwimimandla yabo.Abancedisi baBaphathi boPhuhliso lwezoQoqosho bangancedisa abasemagunyeni balapho ngokuthi:
ukunikezela ngomhlahla-ndlela wobuchule othatyathwe kwimigaqo-nkqubo yomthetho wamaSebe amaCandelo okanye iinkqubo baxhase ekwakheni ubuchule babalawuli balapho ngokuthi banikezele ngolwazi lobugcisa nangenkxaso, okanye amava amaCandelo ukuncedisa ekwakheni nasekuphumezeni imigaqo-nkqubo kaMasipala, ubuchule kunye nezicwangciso.
bakhokhelwe ziziCwangciso zoPhuhliso eziHlanganyelweyo zikaMasipala ekwabiweni koncedo kwinqanaba lendawo ethile.
IMIYALELO:
Inombolo yomnxeba: 021 483 2628
Ifeksi: 021 483 4892
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
