UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Iinkonzo Zabathengi
Uqeqesho Ngemiba Yabathengi Iintlangano Kwaneenkonzo Zokunika Ulwazi
Uqeqesho Ngemiba Yabathengi Iintlangano Kwaneenkonzo Zokunika Ulwazi
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
IiNkonzo Zabathengi neNtengiso Enobulungisa inikezela ngolwazi eLuntwini ngamalungelo njengabaThengi okanye abaSebenzisi beZinto.Baphakamisa nengcamango ephathelele kwimiba ethile ngeendibano zokuqondisa uLuntu, njengoMkhankaso Wokulondoloza imali. Le mpembelelo ijolise ekunyuseni umgangatho wokuzalisa imali phakathi kwabathengi ze ibeke elubala imiba yenzuzo yentengo yokuhlawula ngoko nangoko engaphezu kokuthenga ngetyala nanjengoko abemi boMzantsi Afrika abaninzi bekhungethwe ngamatyala.
IMIYALELO:
Xa ufuna ulwazi oluthe xhaxhe nceda qhagamshelana no:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Izikhalazo Zabathengi (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
