UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
INKCAZELO:
Unakho ukungasamkeli isicelo sephepha-mvume lotywala.KuLwesihlanu wokuqala wenyanga, zonke izaziso zokuba nenjongo zokufaka isicelo sephepha-mvume zipapashwa kwiPhepha-ndaba likaRhulumente. Isaziso esikwiPhepha-ndaba likaRhulumente siso kuphela isaziso sofako-sicelo esinikezelwa eLuntwini.
IMIYALELO:
Inkcaso yakho kufuneka idibanise:
Amagama akho apheleleyo nedilesi yakho epheleleyo
Igama nedilesi yezakhiwo ochasene nazo
Izizathu zokuba uchase, kubekho ubungqina bokuxhasa oku ukuba kunokwenzeka.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IBhodi Ejongene Notywala yeNtshona Koloni
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
