UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
INKCAZELO:
Ukuba usomashishini othengisa utywala uthi aphaamisane nabanye abantu, oku kunokuthi kanti akuhambiselani nomthetho iLiquor Act okanye ke imiqathango yelo phepha-mvume. Kusenokufakwa isikhalazo emapoliseni, aya kuthi ke wona amthathele amanyathelo loo somashishini. Kwingingqi apho kukho khona umbutho wasekuhlaleni, umzekelo, iqoqo lamapolisa asekuhlaleni okanye umbutho wabahlawuli berhafu osebenzayo, kuya kufuneka lo mbutho waziswe.Ukuba ingxaki leyo iyaqatsela, amapolisa kufuneka athumele ingxelo kwiBhodi Yotywala. IBhodi Yotywala leyo ke ingayichophela le ngxaki ze ibeke nemiqathango kwelo phepha-mvume lokushishina ngotywala ze ilirhoxise okanye ilinqumamise, ukuba oko kuyimfuneko.
IMIYALELO:
Ukuze ube nokufaka isikhalazo ngeshishini elinephepha-mvume lokushishina ngotywala, kufuneka unikezele ngentetho efungelweyo emapoliseni.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IBhodi Ejongene Notywala yeNtshona Koloni
YAYAMENE
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala (IiNkonzo)
Ukufumana Ulwazi Ngezicelo Nzingenayo Zamaphepha-mvume Otywala Kwakunye Nemisebenzi yeBhodi yoTywala yeNtshona Koloni (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
