UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Isebe Lemicimbi Yendalo Nocwangciso Lophuhliso
IiNkonzo
UPhuhliso & Nolawulo Lwezakhiwo
Ucwangciso Lophuhliso
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Eli Sebe libonelela ngeenkonzo ezimbini zeemephu:
Ukuzenzela Ezakho iiMephu Usebenzisa Amaxwebhu Enkangeleko
Isebe linakho ukuhlanganisa iimephu ezibonisa izinto ezahlukeneyo zomhlaba kwakunye nezixhobo ngokusekelwe kwimimandla ye-GIS. Ezi mephu zivuleleke kuluntu ngokubanzi. Kufuneka unikezele ngezi nkcukacha zilandelayo xa ufaka isicelo semephu:
iimpawu zempilo (izibhedlele, iiklinikhi, izithili zezempilo, imimandla yezempilo)
iimpawu zezibonelelo (iintambo zamanzi, iintambo zombane)
iimpawu zemimandla (imida yezithili & neyoomaspala beedolophu, imida Yeengingqi zabantu abaqeshelwe ukubala abantu)
iimpawu zoluntu (izikhululo zamapolisa, izikolo)
iimpawu zothutho (iindlela, imizila kaloliwe)
iimpawu zamanzi (amadama, imilambo, imizimba yamanzi)
inani leekopi ezifunwayo iinkcukacha zoqhagamshelwano nedilesi emaziye kuyo usuku lokuvalwa oluseyingcebiso nje.
Izicelo zeemephu kufuneka zenziwe ngembalelwano (nge-email / ifeksi/ ileta) zithunyelwe kwiCandelo Iinkonzo zolwazi futhi neenkcukacha zoqhagamshelwano kufuneka zinikezelwe.
Iimephu zingahlawulelwa ngemali eziinkozo okanye ngetsheki. Iitsheki kufuneka zihlawulwe kwiSebe leMicimbi yeNdalo Engqongileyo & noPhuhliso loCwangciso.
Ezi rhafu zilandelayo zihlawuliswa kuphela iinkonzo zosasazo:
ubukhulu bephepha A0 - R44 iphepha ngalinye ubukhulu bephepha A1 - R37 iphepha ngalinye ubukhulu bephepha A2 - R30 iphepha ngalinye ubukhulu bephepha A3 - R24 iphepha ngalinye ubukhulu bephepha A4 - R24 iphepha ngalinye
UKWENZA IIMEPHU KUSETYENZISWA AMAXWEBHU
Usenakho nokuhlanganisa eyakho imephu usebenzisa amaxwebhu enkangeleko asele ekho.
Ukuncedisa ngemisebenzi ye-ArcExplorer, incwadana yemephu ehlanganiswe lisebe eli ebonisa ngendlela emayisetyenziswe ngayo imephu le iyafumaneka kwikhompyutha (162 KB - 4 amaphepha ama-4).
Amaxwebhu enkangeleko "zizinto ezisikiweyo" ze zabekwa kwiindawo zokugcina ze-.zip. Iba yingcebiso ke ukuba usebenzise iWinZip okanye enye indlela efanayo ukuze ukwazi ukufikelela kwiindawo zokufihla ezo.
ISIKHUSELO
UKUSETYENZISWA KOLWAZI
Lonke ulwazi lunikezelwa ngaphandle kwamalungelo okulusasaza. Ulwazi olusasazwe leli Sebe alunakukotshwa, lusasazwe ngaphakathi okanye luthengiswe nangayiphi na indlela (ngokwerhafu iVAT okanye nanagayiphi na indlela) kuye nabani na/ kuwo nawaphi na amaqela angengawo awombutho/isebe lakho. Iikopi ezininzi zeembumba zolwazi zinokusasazwa ngaphakathi kuphela.
IMIYALELO:
Ukuze ufumane iinkcukacha ezizezinye, qhagamshelana no-:
neSebe leMicimbi yeNdalo Engqongileyo & noPhuhliso loCwangciso
Iinkonzo zolwazi
Inombolo yomnxeba: 021 483 3688
Inombolo yomnxeba 021 483 3499
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Isebe Lemicimbi Yendalo Nocwangciso Lophuhliso (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
