UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ubugcisa Nenkcubeko
Iindawo Nezixhobo zeNkcubeko
Ukuqeshisa Amaziko Enkcubeko
Ukuqeshisa Amaziko Enkcubeko
INKCAZELO:
Asixhenxe amaziko enkcubeko avulelekileyo ukuze asetyenziswe yimibutho aaqumrhu anikezela ngeenkonzo zemfundo kwikcubeko. La maziko enkcubeko anikezela ngendawo yokuhlala kwakunye nezixhobo zokubambela iingqungquthela.
iMephu Yamaziko Enkcubeko aseNtshona Koloni
Onke ke la maziko abekwe kwiingingqi ezinomtsalane eluntwini.
Izicelo zokuqesha ngeempelaveki zingooLwezihlanu ngentsimbi yesine malanga ukuya ngeeCawe ngentsimbi yesibini emva kwemini. La maziko awafumaneka ngamaxesha athile apha kwiimpelaveki, kuquka ke nooLwezihlanu.
La maziko enkcubeko, kuquka iindawo, iinkcukacha zokugcinwa kwalawo aqeshiweyo kwakunye namaxabiso adweliswe kule tafile.
Enye iHolo: Abantu Abanokungena
Umabonakude
Umfanekiso wephulo iNkqubo Yokwenza Intetho Kuluntu
Iziko
Ewe
Ewe
Ewe
Ewe
Ewe
Ukufikelela Emlanjeni
Iintaba
Ewe
Ewe
Ukufikelela Elwandle
Ewe
Ewe
Ewe
Ewe
Isitiya Samachiza
Inani Leendawo Zokuhlambela
Inani Lezindlu Zangasese
Isikhenkcisi
Isikhenkcisi
Igumbi Elibandayo
Ewe
Ewe
Ewe
Ewe
Izitulo Zokuphumla
Igumbi Leentlanganiso
Indawo Yokuhlala Yomphathi
Indawo Yokuhlala Yabasebenzi
Ezinye Iindawo Zokuhlala
Iinkundla Zomdlalo Webhola Yentenetya
Ewe
IMIYALELO:
Ukuze ube nokufaka isicelo sokuqesha iziko lenkcubeko, qhagamshelana:
Inombolo Yomnxeba: 021 483 9727
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Inkcubeko Nobutyebi Bendalo (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
IXABISO:
Intlawulo iphakathi kwama-R26 nama-R30 umntu ngamnye ngobusuku apha ku-2006.
YAYAMENE
Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
