UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ubugcisa Nenkcubeko
Amaziko Alondoloza Imbali
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Angama-28 amaziko alondoloza imbali ephondo apha kwiNtshona Kapa.Iziko Lolondolozo Lwembali
Museum La maziko alondoloza imbali ke avuleleke kuluntu ngokubazi yaye akwanikezela nemiboniso kwanemisebenzi yobugcisa ebonakalisa imbali yeli phondo yenkcubeko neyendalo, nequka iindlela ezintsha esiyijonga ngayo imbali yaseAfrika okanye imbali yemvelo yeli lizwekazi.Amaziko alondoloza imbali la akwanothotho lwemiboniso ajoliswe ekufundiseni abantwana besikolo.
La mabakala amaziko:
Izikolo Zamaziko Alondoloza Imbali
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Inkcubeko Nobutyebi Bendalo (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
IXABISO:
Amaziko amaninzi alondoloza imbali ke abiza imadlana engephi kubatyeleli.
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Iinkonzo Zamaziko Olondolozo Lwembali (iCandelo Likarhulumente)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
