UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Uncedo-mali neNkxaso yeMibhiyozo yeMidlalo yoLuntu kwakunye nezinye izehlo ezinxulumeneyo
Uncedo-mali neNkxaso yeMibhiyozo yeMidlalo yoLuntu kwakunye nezinye izehlo ezinxulumeneyo
INKCAZELO:
Uphuhliso lwemidlalo yoluntu lujolise ekuboneleleni ngemali okanye izixhobo zemibhiyozo yemidlalo yoluntu okanye ngemidlalo. Ngenxa yezi ndlela, iSebe eli lijolise ekuphuculweni kokuthathwa kwenxaxheba kwezemidlalo nokuzonwabisa luluntu ngokuphuhlisa imidlalo kwakunye nabo kuya kuya kujongwa kubo njengemizekelo emihle kwezemidlalo.
Ezona ngingqi zingundoqo kolu ncedo-mali nenkxaso zezi: uphuhliso lwemidlalo ephezulu yoluntu, uphuhliso lwemidlalo yabantu abakhubazekileyo, uphuhliso lolutsha kwiingingqi ezihlelelekileyo kwakunye nokuphuculwa koluntu lwasezidolophini nolwasezilalini ngokwendlela yemidlalo nokuzonwabisa okuququzelelweyo.
Le nkonzo ivuleleke kumaqela alawula imibutho yezemidlalo kwakunye nemibutho yoluntu yezemidlalo.
IMIYALELO:
Ukuze ukwazi ukufaka isicelo soncedo-mali nenkxaso qhagamshelana no-:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ezemidlalo Nokuzonwabisa (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
