INGXELO EFUNGELWEYO/ISIQINISEKISO
Mna usayine ngasezantsi ... (amagama apheleleyo)
ngokungqinelana noMgaqo-nkqubo weBhunga woLawulo kunye nokuQokelelwa kwaMatyala, ndenza isicelo senkxaso yabahluphekileyo.
Kufuneka uzalise zonke ezi fomu zesicelo kuphela ukuba uphendula u"Ewe" kuyo yonke le mibuzo ukusuka ku-A ukuya kutsho ku-G.
Imibuzo
Umbuzo
Ewe
Hayi
Ingaba ipropati yakho ubukhulu becala isetyenziswa nje ngendawo yokuhlala?
Ungumnini obhalisiweyo wepropati okanye uhlala kwikhaya eliphethwe ngumntwana elibhaliswe ngomzali/abazali abaswelekileyo?
Ingaba ingeniso yekhaya evela kuzo zonke iinkalo , ingaphantsi kwama-R3 000 ngenyanga?
Ingaba wena mfaki-sicelo , ungumhlali ngokusisigxina kwipropati leyo?
Ukuba ngaba sele unayo ibhokisi yombane yithi Ewe, ukuba akunayo, ingaba sele uyizalisile ifomu yesicelo (sabasebenzisi bombane beSixeko saseKapa, amaCandelo 1,2,3,5 kunye ne-7) sokutshintshela kumbane wekhadi (PPM meter)
Ukuba awunaso isixhobo solawulo lwamanzi , ingaba uyavuma ukufakelwa esi sixhobo, esisekelwe ukusebenzisa amanzi akwinqanaba eliphantsi ?
Kufuneka unike ezi nkcukacha zilandelayo:
Inombolo yesiza
Idilesi yePropati
Ifani
Igama/amagama akho
Umhla wokuzalwa
Idilesi yendawo ohlala kuyo
Idilesi yePosi
Inombolo yesazisi
Inombolo yomnxeba yasekhaya
Igama loMqeshi
Idilesi yoMqeshi
Inombolo yomnxeba yaseMsebenzini
Inani labo bonke abo bahlala kwipropati leyo
Iinkcukacha zabo bonke abantu abahlala wipropati le iphathelene nesi sicelo:
Oonobumba bokuqala bamagama omntu nefani
Ulwalamano /
Umthombo wengeniso
Uqeshiwe
Ewe /Hayi
HAYI
EWE/HAYI
Ingeniso iyonke ngenyanga
Iikopi zmaxwebhu afunekayo ukuze ubhaliswe:
Ukuba uqeshiwe:-
Isiliphu somvuzo wokugqibela okanye ileta ephuma kumqeshi esisiqinisekiso malunga nomvuzo;
Ubungqina bokuba ufumana isibonelelo sokukhubazeka, isibonelelo sesondlo okanye ipenshini (inkamnkam).
Ukuba awuqeshwanga-
Ingxelo efungelweyo (i-afidavithi) eqinisekisa ukuba awuqeshwanga nesiqinisekiso ngokusemthethweni sokuba akukho ngeniso iyenye oyifumanayo;
Abantu abahlala kule propati abangaphantsi kweminyaka eli-18 ubudala incwadi yesazisi yeRiphabliki yoMzantsi Afrika, ikopi yesatifiketi sokuzalwa okanye i-afidaviti.
Inkcazo yomfaki-sicelo:
Mna osayine ngezantsi, ... (bhala amagama akho onke ngokupheleleyo nefani) ndiqinisekisa ukuba,
Ndiya kumazisa ngokukhawuleza uMlawuli: wezeNgeniso, ngokubhaliweyo, ukuba nje kuye kwakho utshintsho kwimeko yam, olunokubangela ukuba ndiphuncukane nelungelo lokufumana isibonelelo senkxaso yabahluphekileyo;
Ndiyavuma, ukuba ndithe ndangenisa ubungqina obungeyonyaniso ukuze ndizuze isibonelelo sabahluphekileyo seBhunga, ndiya kuba ndaphula umthetho kwaye zonke iimfanelo endizizuze ngokwesibonelelo sabahluphekleyo, ziya kohluthwa okanye zirhoxiswe. Nasiphi na isixa-mali esingekahlawulwa, siya kuba lityala lam kwaye ndiya kuchaphazeleka ngokwemo eqhelekileyo yokuqokelelwa kwamatyala.
Zonke iinkcukacha ezingeniswe ndim kule fomu, ngokokwazi kwam ziyinyaniso kwaye zibhalwe ngokuchanekileyo
Ndyavuma ukuba ukuze ndibe nelungelo lokuzuza ngokuchazwe kuMgaqo-nqubo woLawulo noQokelelo lwaMatyala, kufuneka kufakwe ibhokisi yombane wewkhadi kunye nesixhobo solawulo lwaManzi apho kufaneleke khona;
Ndiyayiqonda ukuba xa amanzi endiwasebenzisileyo ngenyanga ethe adlula kumlinganiselo wamanzi asimahla ndaze andahlawula, amanzi am angavalwa ndize ndifumane kuphela umlinganiselo wam wamanzi asimahla;
IBhunga lingenza uphando ukuqinisekisa ingcaciso endiyinikileyo kwaye ndiyavuma ukuba lingandindwendwela naliphi na iGosa likaMasipala;
Ndiyakwamkela ukuba xa sithe saphumelela isicelo sam siya kusebenza ithuba leenyanga ezili-12 ukusukela kumhla wolwamkelo lwesicelo kwaye kuya kuxhomekeka kum ukuba ndiphinde ndifake isicelo emva komhla wokuphelelwa kwaso;
Ndiyayiqonda ukuba xa isicelo sam sithe saphumelela, iBhunga liza kuwamisa nawaphi na amanyathelo oqokelelo lwamatyala ithuba leenyanga ezili-12 ukusukela ngomhla wolwamkelo, okanye ndide ndibe ndiphuncukene nelungelo lesibonelelo sabahluphekileyo, leyo iqale yenzeka.
NDIYANGQINA UKUBA UMFAKI-SICELO UVUMILE UKUBA UYAZAZI KWAYE UYAZIQONDA IZIQULATHO ZESI SIBOPHELELO SINGENTLA ESIFUNGELWE/ESIQINISEKISWE NGOKUFANELEKILEYO PHAMBI KWAM
Umhla:
I-OFISI ESINGENA KUYO ISICELO
IGAMA ELIPHELELEYO LEGOSA (bhala)
UMHLA
Zonke iinkcukacha namaxwebhu zifunyenwe
Faka inombolo yesaziso
UMHLA
IGAMA ELIPHELELEYO LEGOSA
UMHLA
Zonke iinkcukacha namaxwebhu zifunyenwe
Sindululwe
Samkelwe ligosa eligunyazisiweyo loLawulo lwaMatyala
Asamkelwanga
Ukuba asamkelwanga makunikwe izizathu:
IGAMA ELIPHELELEYO LEGOSA (bhala)
UMHLA
Ileta eyazisa umfaki-sicelo ngeziphumo: (Qhoboshela ikopi kwifomu yesicelo)
IZIZATHU ZOKURHOXISWA: MAYISETYENZISWE LIGOSA KUPHELA
Emveni kokuba siphunyeziwe kwakhona sabe siya rhoxiswa, izizatho zoko kurhoxiswa mazibhalwe apha:
IGAMA LEGOSA (bhala)
UMHLA
Ileta eyazisa umfaki-sicelo ngokurhoxiswa: (Qhoboshela ikopi kwifomu yesicelo)
