xhosa.1404.Takalani Mar
BONA XHOSA - March 2007
OKUSINGQONGILEYO
OKUSINGQONGILEYO
Langen' inqaku!! Laduuuma!
Yhe bafondini nenza ntoni"
Eish, uba bekuthiwa eli bala licocekile!
Khab' ibhola, Zikwe!
Sizam' ukudlal' ibhola kodwa eli bala limdaka lizele inkunkuma.
Yizani siyiwole.
Molo Zikwe, yiz'apha wethu sizozonwabisa!
Nantso!
Siza kwenza ntoni"
Unyanisile!
Yhu, sikhawulezisil' ukuyizalisa le ngxowa yenkunkuma!
Nebala lihle licocekile ngoku.
Masidlal' ibhol' ekhatywayo!
Kulungile Moshe, yiza ndikubonise ukuba lifakwa njani inqaku!
Indishiye ngokucacileyo le bhola!
Yhu Zikwe, ingene enkunkumeni!
Emva koko...
Utheth' ukuba la manzi siwaselayo afana nqwa nala manzi aphaya emlanjeni, Zuzu"
Shuu, ndidiniwe! Ndifuna amanzi ndizosela.
Intle le mini.
Ewe kunjalo Moshe.
Bazali Nabagcini babantwana!
KwaSanlam siyazi ukuba zixhomile iindleko zemfundo, ukanti zixhoma ngakumbi iindleko xa ungazilungiselelanga. Zalisa le fom usithumelele iinkcukacha zakho ukuze umcebisi wakwaSanlam aqhagamshelane nawe akuncede ulungiselele umntwana wakho ingomso eliqaqambileyo.
Ahh, amnandi la manzi!
Eish, lo mlambo uzele izibi!
Zikwe, Zikwe, qhubeka nokuloba, ungayeki!
Ewe Moshe, amanzi acocekileyo abalulekile kuzo zonk' izinto eziphilayo.
Kutheni Moshe"
BONA XHOSA - March 2007
IGAMA: ........................................................
IDILESI: .......................................................
.....................................................................
UMNXEBA: (Emsebenzini) .......................... (Ekhaya) .....................................................
Iselfowuni: ...................................................
Isazisi: ........................................................
Amanzi siwafumana emilanjeni ekuyiyo egcina amanzi emvula.
Ndinike loo nkunkuma ndiyoyilahla Zikwe, ndizama ukucoca udonga lomlambo.
Xa uqhubeka nokuloba ucoca amanzi nto leyo iza kuqinisekisa ukuba ndiza kusela amanzi amnandi nacocekileyo qho!
Enkosi Moshe kodwa iseninzi ezayo.
Zuzu, avela phi la manzi siwaselayo"
