xhosa.1398.takalani may
BONA XHOSA - May 2007
UKWABELANA
Andiphathanga kutya mna.
Molweni, ndithe mandize nam.
Kulungile!
Enkosi, kumnandi apha!
...nelemonade.
Yantle le mini! Masihambe siyokwenza ipikniki epaki.
Kulungile, Zikwe, ungatya nathi iisandwich zethu...
Wamkelekile Zikwe!
Intle loo nto, Zuzu.
Mmmm, siza konwabela izimuncu-muncu zethu.
Kulungile ndiza kuza neesandwich nelemonade.
Enkosi bahlobo bam. Kumnandi oku kutya esabelana ngako!
Yhu!
Ewe, Moshe. Ndilambile yaye ndinxaniwe!
Ndiza kuxelela uZikwe, mhlawumbi uza kuhamba nathi.
Yintoni, Zikwe"
Enkosi Zuzu. Okoko umama abulawa yiHIV/AIDS, ndiyamkhumbula gqitha.
Molo Kami, wenza ntoni"
Ndingavuya, Zuzu.
Takalani Sesame and Sanlam - Helping to develop your child's potential
Bazali Nabagcini babantwana!
KwaSanlam, siyakwazi ukuxhoma kwexabiso lemfundo yomntwana wakho kwanentlungu yokungabinamali yokufundisa umntwana wakho. Zalisa le khuphoni usithumelele iinkcukacha zakho uza kutsalelwa umnxeba ngumcebisi wakwaSanlam akucebise ngokuqinisekisa ukuba umntwana wakho unekamva eliqaqambileyo.
Kulungile, Kami. Xa usanga umhlobo ubonisa ukuba uyamthanda.
Ukhathazekile, Kami"
Enkosi Zuzu. Ndiziva ndibhetele kwangoku.
Ewe, Zuzu.
BONA XHOSA - May 2007
Ndijonge ifoto kamama.
IGAMA: ........................................................
IDILESI: ........................................................
......................................................................
......................................................................
UMNXEBA: (Emsebenzini) ........................... (Ekhaya) .......................................................
Iselfowuni: .....................................................
ID: .................................................................
Wayemhle umama wakho.
Enkosi Zuzu. Undanga kamnandi yaye ungumhlobo wokwenene!
Ndingakwanga ukuze uzive ubhetele"
