xhosa.1715.contents
kolu shicilelo
imiba etshis' ibunzi
19 HAMBA KAKUHLE, RASTA. Ukubulawa kabuhlungu kukaLucky Dube kusenze sazibuza ukuba bangaphi abantu abasazobulawa kwanokuba singazikhusela njani"
38 UKHUSELEKO EZINDLELENI. UDisemba ufikile, uyand' umthamo weemoto ezindleleni - kutheni engasebenzi amaphulo okhuseleko"
90 KUHLANGULWA ABANTWANA ABAHLALA EZITRATWENI. Bapheni ukutya hayi imali.
December 2007
amanqaku aphambili
14 Ilizwe elinezehlo zokudlwengulwa ezimasikizi: Amabhinqa awakhuselekanga kwaye ihlabathi aliwahoyanga
22 U-Andile noBonang: Ingaba bayathandana"
24 Imvula inqongophele: Ingaba isizwe samaBalobedu siphulukene namandla okunisa imvula"
26 Yiba nokholo: Umfundisi onika uluntu ithemba
28 Bahlangulwe bubugcisa: Benz' umsebenzi wezandla ngentsimbi
34 Indawo eyakhayo: Ikhuph' abantwana ezitratweni ibafake eqongeni
68 Ziqeshe: Ukuthungela inzuzo
88 Bakhusele: Lumka elwandle (ungalahlekelwa ngabantwana!)
94 Indawo yemimoya: Kubhiyozwa ngamagubu nomxhentso
96 Imveliso emangalisayo: Ikhupha iiplagi zombane ngokukhuselekileyo
102 Iintshatsheli zehlabathi: Viva Amabhokobhoko!
104 Cebela ikamva: Sifundisa iimbethi-manqindi ukutyal' imali
okwabasetyhini
48 Ifashoni: Iimpahla zehlobo zoomama neentombi zabo
54 Ezobuhle: Khusel' ulusu lwakho ngesikhuseli elangeni
58 Linga ezi resiphi zivuzisa izinkcwe uze ube nexesha
elaneleyo lokuhlala nosapho nabahlobo ngeeholide zehlobo
62 Uncuthu lweefritters neemafini
ubuzali
70 Amacebiso oomama nootata
75 Ezolutsha: Ukumelana nokutshona
izifundo
funda neBONA
78 Iinyaniso neepuzzle
82 Omawukwazi ngamazibuko eloMzantsi
Afrika
84 ITakalani Sesame
ukhuphiswano nezipho
36 Zuza impela-veki yokuzonwabisa
66 Okwasimahla
99 IBONA Block Puzzle
108 Iph' ibhola
okubakho rhoqo
l5 Iileta Zabafundi l10 Abantu, Iindawo Nezinto l30 Iingxaki Zomthetho
l44 Imisitho yeBEC l46 Ingxelo yeBEC l86 Ezempilo l98 Sithetha ngamayez' esintu l110 USis Sarah l112 Iimpendulo zePuzzle/Abaphumeleleyo l114 Iinkwenkwezi Zenu
Ofote ikhava: IVAN NAUDE
BONA XHOSA - December 2007 3
