Isicelo sokuya kwindibano yeBhodi yoKhululwa ngokweMiqathango
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Ummangali okanye ixhoba lolwaphulo-mthetho, njengoko lichazwayo kwiSiqendu  299A kuMthetho we-Criminal Procedure Act, 1977 angenza inkcazelo eveza izimvo zakhe okanye aye kwindibano yeBhodi iParole Board hearing apho ummangalelwa  aya kuqwalaselelwa ukuba akhululwe ngokwemiqathango  okanye abekwe phantsi kweliso lenkonzo yoluleko .

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Ummangali okanye ixhoba lolwaphulo-mthetho makazise iBhodi i-Correctional Supervision and Parole Board  ngento ebhaliweyo ukuba ufuna ukwenza inkcazelo eveza izimvo zakhe okanye ukuya kwindibano yeBhodi  emalunga nmmangalelwa.
Ukuba isicelo sibe yimpumelelo, iBhodi iya kwaziswa ummangali okanye ixhoba ngento ebhaliweyo, echaza ukuba makaye nini na kubani na. Umhla nendawo yentlanganiso yendibano yeBhodi echaphazelekayo iya kuchazwa kwangokunjalo.
Kuluxanduva lommangali okanye ixhoba ukwazisa uMkhomishinari okanye iBhodi i-CSPB malunga nokutshintsha kwedilesi.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



Correctional Services Act, 1998  
Criminal Procedure Act, 1977  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

IBhodi yoKukhululwa ngokweMiqathango  iya kuphendula ngento ebhaliweyo kummangali kwisithuba seentsuku eziyi-14.

Entla

Iindleko

Vutirheli lebyi a byi hakeleriwi.

Entla

Iifom ezigcwaliswayo



Request to attend a Parole Board hearing 

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


