XHOSA.96.Takalani
IMIZIMBA YETHU
62 BONA XHOSA - July 2006
Moshe, xa uthamba awugqibeli nje ngokubukela amabhabhathane... Kufuneka ubaleke udlale. Senza umthambo ukuze someleze izihlunu zethu sivule nemiphunga yethu.
Yheyi Moshe, yiza sibaleke, ukwenza umthambo kuza kukunceda.
Yheyi, jonga uMoshe uyabaleka!
Phew, liyandishiya.
Mmh, ndidiniwe.
Kwaye ukwenza umthambo kumnandi!
Wow, nalo ibhabhatane... mandilileqe!
Zuzu, ndithamba ngokwaneleyo xa ndibukele amabhabhathane.
Nantso ke into yakho...
Silinde nathi!
Ebudeni bemini, uKami udlala phandle...
Ndenzisa umzimba wam endifuna ukwenze.
OK Kami, jonga apha ke. Moshe, bhabha esithubeni njengebhabhathane!
Ewe.
Andikwazi ukubhabha!
Wow, oko kuvakala kumnandi. Ndingakwenza nam"
Bazali Nabagcini babantwana!
Kule nyanga umdlalo weTakalani Sesame uninika eningakufunda nabantwana okuxhaswe yi
Phakamis' imilenze...
Iingalo zikaKami ziyaphakama... iingalo zikaKami ziyehla.
Uthobe imilenze...
Hayi bo, akwenzeki nto nje!
Bukela iSABC1 ngoMvulo ukuya ngoLwesihlanu ngo-05h30 neSABC2 ngoMvulo ukuya ngoLwesihlanu ngo-09h00 nangoMgqibelo ngo-06h30 ubone abahlobo beTakalani Sesame uKami, uMoshe, uZikwe, uZuzu noNeno behleka befunda nokubala, ukubhala nokufunda nolunye ulwazi olubalulekileyo ebomini.
Mhlawumbi kubhetele uqale ngokwenza into elula, Moshe.
Mmm, OK. Yiza mzimba wam, masiye kufumana ibhabhathane.
Limkile ibhabhatane! Owu, molo Kami, wenza ntoni"
BONA XHOSA - July 2006 63
Kaloku umzimba ngowam ngoko ulawulwa ndim.
