xhosa.886.ambi
B3371/01/08 Photography Jan Botha Styling Linda Bean
ULUNONOPHELA NJANI ULUSU?
Inqanaba 2: Thambisa
Emva kokucoca, sebenzisa isithambiso esingenamafutha ukugcina ulusu lwako luthambile. Zama i- AMBI® Natural Colour Cream eyenziwe ngokukodwa ukulungiselela ulusu olunebala. Zithambile azinamafutha, zitshona lula, zikushiye ungenamafutha. ZinoVitamini E olungisa ulusu lwakho nesikhuseli-langa iSPF8 ukuze ungatshi ubemnyama. Khetha phakathi kwezi: AMBI® Natural Colour Cream for Normal to Oily Skin ne AMBI® Natural Colour Cream for Very Oily Skin.
Inqanaba 1: Coca
Coca ngononophelo ulusu lwakho kusasa nangokuhlwa ususe ukungcola namafutha. Oku kuza kukunceda ukuthintela amaqhakuva angashiya amabala amnyama. Isepha eqhelekileyo iyomisa yenze ulusu lwakho lungakwazi ukuphefumla. Kodwa ukuba ukhetha isepha eyenzelwe ulusu lobuso bakho njengeAMBI® Facial Cleansing Bars (R6.25), iza kucoca ulusu lwakho kakuhle ilugcine luluhle lusempilweni.
Malunga ne- AMBI®
Uluhlu lweemveliso zakwa-AMBI® eziphuculiweyo zomzi-mveliso weengcaphephe zolusu ezithembekileyo zakwaJohnson & Johnson, yakhelwe yaze yavavanywa kwabasetyini abantsundu. Iyafumaneka kwaShoprite, Checkers, ePick n Pay, kwaSpar nakwaDiscom, nakwiivenkile ezithile zakwaClicks, kwiikhemesti nakwiivenkile zakwaDischem.[x]
® Trademark of JOHNSON & JOHNSON © J & J (Pty) Ltd 2008. Xa ufuna ulwazi, tsalela u 0860 410 032
Ulusu oluhle oluntsundu!
Imfihlelo yokugcina ulusu olunebala okanye oluntsundu luluhle kukwazi iimfuno zalo nokulunonophela mihla le ulandela indlela ethile, usebenzisa iimveliso ezilungiselelwe ukulondla.
ZIYINTONI IIMFUNO ZOLUSU OLUNebala?
IMelanin (yemveli inika ulusu ibala) yiyo eyenza ulusu neenwele zibe mnyama. Ngenxa yokuba imelanin ininzi kulusu oluntsundu, lukhawuleza lube namabala. Iingxaki eziqhelekileyo njengamaqhakuva zingashiya amabala amnyama ahlala ixesha elide Lunamafutha amaninzi, ize ke yenze loo nto lumenyezele lubenamachokoza namaqhakuva. Ilanga lenza ulusu lube mnyama, kwaye lingalonakalisa ngoko ke khumbula ukuba zonke iindidi zolusu zimelwe kukukhuselwa elangeni.
Inqaku eliyintengiso
