xhosa.778.pep
inkqaku elihlawulelweyo
Ngoncedo lwabahlobo
SIBUYELA ezikolweni nasemisebe-nzini - mhlawumbi kuvakala ngathi khange libekho nelo khefu! Kuleli xesha kanye apho inkxaso evela kusapho nezihlobo iyimfuneko, nalapho umzimba wakho ufuna ukuncediswa ukuze ubungcamle ubomi ngokupheleleyo...
Ungaziva udiniwe emva kweeholide ezixakekileyo kube emva kwazo kufuneka ujongane neemfuno ezininzi zomsebenzi - uze ube lixhoba lemikhuhlane yasehlobo ukuba awuzongezi iivitamini emzimbeni ukuwuncedisa.
Ukutya okungenazo iivithamini neeminerali ezoneleyo kungabangela ulusu olubi, kwenze ingqondo ingazinzi nezihlunu zomzimba zibe buthathaka.
Okanye uqhinwe, kwaye uphelelwe ngamandla.
Uncedo luyafumaneka kwiivenkile zakwaPEP ezingaphaya kwama-800 eMzantsi Afrika. Ngoncedo lweMixture Of Life yakwaPEP ekuziimveliso zempilo, ungabuyela emandleni ubukeke kwakhona!
Zineeminerali, iivithamini, ukanti kwezinye kufakwe namayeza emveli afana ne-aloe ferox ne-African potato. Amayeza eMixture Of Life yakwaPEP avavanyiwe avunywa yiSA Medicines Control Council.
Ungaqokelela amayeza okunceda usapho lwakho kuba ufumana izomelezi-mzimba, amayeza okukhohlela nawokuhambisa emveli. Kukho nesidudu esingaphekwayo esinezondlo zomzimba.
Zonke zenzelwe ukuze uhlale uphilile - kuba abahlobo ngabaloo nto... [x]
Qokelela amayeza ayimfuneko ukuze ukwazi ukujongana nobunzima bobu bomi
BONA XHOSA - February 2008
