xhosa.2619.jambos
IBAKERS JAMBOS zizimuncu-muncu ezifikelelekayo neziluncuthu zosapho luphela. Zenziwe ngeebhiskiti ezibhakiweyo, ezikrum-krum nezihluthisayo zaza zafakwa ijam emnandi kwaye zifumaneka ngeencasa ezintathu eziluncuthu; eyerasberry, eyeblackberry nentsha eyepayinapile.
Iipakethe eziphathekayo eziyi-33g zilungele ukutyiwa nokuba uphi na okanye uziphathe zibe yilantshi yakho, ukanti iipakethe eziyi-125g zona zilungele ukugcinwa ekhabhathini ekhaya ukuze nizonwabele xa nisekhaya. Iipakethana ezincinci zixabisa i-R1 - R1.50 inye, ezinkulu kunazo ziyi-R2 - R2.99, kuxhomekeka kwindawo othenga kuyo.
Yonwabela ubuncwane beziqhamo zokwenene nobuncwane obunyibilikayo emlonyeni wakho obubhakwe ngendlela eyodwa yendoda yakwaBakers! [x]
Zifakwe
ijam!
