iNkcazelo yeMiqulu neeNgxelo eziBalulekileyo zeMbali
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokuncediswa ngemali yiNgxowamali yeLizwe
Isicelo sobhaliso olunikwe umnyenyevu owodwa ukuze
Iimfuneko ezongezelelweyo zokubhalisa kwicandelo l
Isicelo sokubhena xa kwaliwe ubhaliso
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Imfundo noqeqesho
Amaziko akwinqanaba lesithathu iNkcazelo yeMiqulu neeNgxelo eziBalulekileyo zeMba
Isicelo sokufumana inkcazelo kwiNkqubo yeLizwe esebenza ngoMatshini yokuKhupha iNkcazelo yeMiqulu neeNgxelo eziBalulekileyo zeMbali
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
I-NAAIRS incedisa abasebenzisi beendawo ezilondoloza imiqulu neengxelo ezibalulekileyo zembali bachaze kwaye babone ukuba ziphina izibhalo nezinto ezingqamene neemfuno zabo.
I-NAAIRS iqulathe kuphela inkcazelo malunga nezibhalo nezinto ezikwimiqulu neengxelo ezibalulekileyo zembali, hayi uqobo lwezibhalo nezinto zemiqulu.
Isininzi semiqulu neengxelo ezibalulekileyo ziingxelo zoluntu eziselugcinweni lweNdawo yeLizwe enguMthombo noVimba weMiqulu neeNgxelo eziBalulekileyo zeMbali (National Archives Repository), kunye neendawo zamaphondo eziyimithombo noovimba bemiqulu neengxelo ezibalulekileyo zembali. I-NAAIRS ikwafake iincwadi zelizwe zobhaliso lweengxelo ezingezizo ezoluntu eziselugcinweni lweendawo zabucala eziyimithombo noovimba bemiqulu neengxelo ezibalulekileyo zembali, ezingaphezulu kwama 40. Nangona nje ufikelelo loqobo kwimiqulu yeengxelo ezibalulekileyo zembali ingahlawulelwa, uluntu luyahlawuliswa ngokuvelisa iikopi zezi zibhalo neengxelo ukuze baphinde bazisebenzise; nokuba ziikopi zemifanekiso okanye zamaphepha. Nayo imipapasho iyathengiswa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Cela inkcazelo okanye iikopi ngolu hlobo:
ngokutyelela umthombo novimba wemiqulu neengxelo ezibalulekileyo zembali
ngokuthumela ifeksi okanye i-e-mail; okanye
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha iintsuku zokusebenza ezisixhenxe ukuze ubone ukuba ziphina izibhalo nezinto ezikwimiqulu neengxelo ezibalulekileyo zembali.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
ISebe lezoBugcisa neNkcubeko
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
