Ukuthumela iintlanzi kumazwi angaphandle
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokunikwa isatifiketi esibonisa ukuphila n
Ukuthumela iintlanzi kumazwi angaphandle
Isicelo sokuthumela ngaphandle kwelizwe iinciniba
Isicelo sepemethe yokuthumela impahla nezinto kuma
Ukubhaliswa kwamaziko okuthumela izilwanyana kumaz
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zokungenisa impahla nezinto kweli lizwe k
Isicelo sepemethe yokuthumela impahla nezinto kuma
Ukuthumela iintlanzi kumazwi angaphandle
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ukulobela ukurhweba Commercial fishing kukwenza umsebenzi onxulumene nokuloba ofana nokuthumela iintlanzi zolwandle kumazwe angaphandle ngenjongo yokuzithengisa. Ukuze uthumele iintlanzi zolwandle marine fish kumazwe angaphandle okanye ngaphandle kwemida yeRiphabliki yoMzantsi Afrika, kufuneka wenze isicelo sepemithi yokuthumela kumazwe angaphandle nesivunywa nguMphathiswa weSebe leMicimbi yokusiNgqongileyo noKhenketho Minister of Environmental Affairs and Tourism okanye omnye umntu onegunya lokwenza oko. Akukho mntu uya kuthumela iintlanzi zolwandle kumazwe angaphandle ngaphandle kwepemithi. Xa ipemithi yokuthumela kumazwe angaphandle ebikho iphelelelwe emva kweenyanga ezintathu, kufuneka wenze isicelo sepemithi entsha. Ukungaphumeleli ukubambelela kwimiqathango yepemithi kunganeziphumo zokunqunyanyiswa okanye ukurhoxiswa kwepemithi.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Yenza isicelo sepemithi yokuthumela iintlanzi kumazwe angaphandle.
Nikezela ngale ngcaciso ilandelayo:
o ubungakanani beentlobo eziza kuthunyelwa kumazwe angaphandle o kwimeko yaxa kukho i-arhente ebandakanyekayo, kufuneka kuqhotyoshelwe isivumelwano phakathi kwamaqela achaphazelekayo amabini kunye neekopi zezazisi zabo banelungelo lokusayina (ID copies of signatories)
Intlawulo yokwenza isicelo eyi- R225 (equka konke) iyafuneka.
Izicelo zentsusa mazithunyelwe ngeposi, ukuze ingakhutshwa ipemithi xa ungakwenzanga oko.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Inkqubo yokwenza isicelo ingathatha iintsuku ezisi-7 kwezomsebenzi okanye ngaphezulu ngokuxhomekeke ekufakweni kwesicelo ngokufanelekileyo.
Entla
Iindleko
Iinkcukacha zokubhankisha ukwenzela intlawulo yokwenza isicelo sepemithi yokuthumela iiintlanzi kumazwe angaphandle:
Ikhowudi yeSebe: 204109
Entla
Entla
iNtshona-Koloni isiXeko/idolophu:
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
ISebe lezoRhwebo noShishino
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
