Isicelo sokubandakanyeka kwimisebenzi yokuloba ngeenjongo zorhwebo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Bhalisa inqanawa yokuloba iLayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle iLayisensi yenqanawa yokuloba yeli lizwe iPemethe yokuseka indawo yokwenza imveliso yeentla ilungelo lokuloba ukuthutha okanye ukuphatha ukutya
Ukuphathwa nokuthuthwa kobisi
Isicelo selungelo lokukhangela ubukho besimbiwa
Isicelo selungelo lokwemba umgodi bhalisela ukusebenzisa amanzi
Inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Elayisensi yokuqhuba iNkonzo yePosi eBekelwe iZiko
Yenkonzo yosasazo lwezandi ekhupha imitha yamandla seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Elayisensi yenkonzo yabahlali yosasazo lwezandi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Yenza isicelo sepemethe okanye selayisensi ilungelo lokuloba
Isicelo selungelo lokuloba kwakunye nepemithi yokulobela ukurhweba
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ngaphezu koko, ukongeza kwipemithi yokuloba ngenjongo yokurhweba , uya kufuna ipemithi yokuthutha iintlanzi.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Funda ngononophelo, qonda uze uqinisekise ukuba uyazanelisa iimfuneko zokwenza isicelo kwakunye nemiqathango.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Udidi lwelungelo lokuloba:
Inkqubo yokusingathwa kwesicelo ingathatha inyanga enye ukuya kwezi-3 okanye ngaphezulu ngokuxhomekeke kumthamo wezicelo kunye/okanye ngexesha lonyaka lecandelo lokuloba (fishing sector season).
Inkqubo yokusingathwa kwesicelo ingathatha inyanga enye ukuya kwezi-3 okanye ngaphezulu ngokuxhomekeke kumthamo wezicelo kunye/okanye ngexesha lonyaka lecandelo lokuloba (fishing sector season).
Entla
Iindleko
Udidi lwelungelo lokuloba
Ukubamba (ukusebenzisa/ukuvuna ) iintlanzi
Njengoko imiselwe nguMphathiswa okanye umntu onegunya lokwenza oko ngokwecandelo lokuloba nesimemo esikhutshwe kwigazethi karhulumente sokucela ilungelo lokuloba
Ukuloba i-line fish (yemveli) ngabalobi abangekho ngaphezu kwabane
Ukubamba (ukusebenzisa/ukuvuna) iintlanzi, kuquka nengca yolwandle (seaweed)
R665 kunye nentlawulo yokwenza isicelo eyi- R125
R970 kunye nentlawulo yokwenza isicelo eyi- R970
R970 kunye nentlawulo yokwenza isicelo eyi- R970
Ukuthutha iintlanzi
R150 kunye nentlawulo yokwenza isicelo eyi- R125
Ukungenisa iintlanzi zamazwe angaphandle
R150 kunye nentlawulo yokwenza isicelo eyi- R125
Ukuthumela iintlanzi kumazwe angaphandle
R150 kunye nentlawulo yokwenza isicelo eyi- R75
Entla
Entla
iNtshona-Koloni isiXeko/idolophu:
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
