Isicelo sokwamkelwa kugrade R kwisikolo soluntu es
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokwamkelwa kugrade R kwisikolo soluntu es
Isicelo sokuphinda unikwe isatifiketi sematriki
Isicelo sokubhalisa umfundi kwinkqubo yokufundisel
Isicelo sokubhalisela ukubangumfundisintsapho leMfundo eSisiseko noQeqesho lwaBantu aBadala
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Imfundo noqeqesho
Isikolo
Isicelo sokwamkelwa kugrade R kwisikolo soluntu es
Inkcazelo
U-Grade R ngunyaka wokuqala wesigaba sesiseko semfundo esekelwe kwiziphumo kwizikolo zoluntu zamabanga aphantsi (zaseprayimari). Eli banga lilungiselelwe abantwana abaneminyaka yobudala emine nesiqingatha ukuya kwemihlanu nesiqingatha. Abazali kunye nabantu abangabalondolozi babantwana kufuneka babhalise abantwana babo esikolweni phambi komhla wokuvala, ophakathi kuka-Agasti no-Okthobha, wonyaka ophambi kokuba abantwana baqale.
Inkqubo emayilandelwe
Bhalisa kwisikolo esikufuphi kuwe.
Hambisa isatifiketi sokuzalwa kunye nekhadi lokugonywa.
Ukuba awungommi waseMzantsi Afrika, hambisa nezi ncwadi zilandelayo;
Ifom yokuhlala yexeshana okanye yesigxina ephuma kwiSebe lezeKhaya, kunye
Nobungqina bokuba usenzile isicelo semvume yokuhlala eMzantsi Afrika..
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo sakho singathabatha imini enye ukuya kutsho kwiiveki ezintandathu ukuze siphunyezwe.
Iindleko
Iintlawulo ezibizwayo zesikolo ziyahluka ngokwezikolo.
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
