Isicelo sesikhokelo serhafu: intlawulo yomvuzo womqondisi:
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa iPAYE
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu: intlawulo yomvuzo womqondisi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
UMthetho weRhafu yeNgeniso-mali, wango 1962 (Income Tax Act, 1962), ulungiselela iimeko apho kungenziwa khona isicelo sesikhokelo serhafu.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Xa usenza isicelo sesikhokelo serhafu, qinisekisa ukuba imibandela yakho yerhafu ime kakuhle. I-SARS ayidli ngokusikhupha isikhokelo serhafu ukubangaba kukho iincwadi zokubuyisa zerhafu ongekazifaki okanye unemali ongekayihlawuli yerhafu.
Kufuneka kufakwe kwifom yesicelo le nkcazelo isisiseko ilandelayo:
Intlawulo yomvuzo egqityelwe ukufunyanwa kubandakanywa izibonelelo ezisecaleni, umzekelo i50% yesibonelelo sohambo kodwa ingabandakanyi izixa zezambuku kunye neengeniso ezenziwe ngabaqondisi okanye abaqeshwa ngokuphathelelene namalungelo okufumana izibambiso ezithengisekayo.
Unyaka wovavanyo ekufunyenwe ngawo intlawulo yomvuzo.
Inani leenyanga ezigqityiweyo ekwagqityelwa ngazo ukufunyanwa intlawulo eyaziwayo yomvuzo.
Intlawulo yomvuzo eqikelelwayo okanye eyiyo nqo kunyaka omiyo. (le nkcazelo mayinikwe xa isizathu somyalelo iyinzima).
Isicelo masiqulathe izizathu zesikhokelo. Xhasa ezi zizathu ngeencwadi ezibandakanyekayo, umzekelo, iingxelo zemali zethutyana kunye nemizuzu yeentlanganiso ezibanjwe ngabaqondisi, ebonisa ukuba iintlawulo zemivuzo eyakuhlawulwa abaqondisi iyakubangaphantsi kwaleyo yonyaka wovavanyo ophelileyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha elisisigxina.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
