Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa izityalo ezibulalala iintsholo
Isicelo sokuhlaziya ukubhalisa izityalo ezibulalal
Yenza isicelo sokuvuselela okanye sokucima ukubhal
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama okanye ukutya
Isicelo sokubhalisa amayeza ezolimo
Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyez
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama okanye ukutya kwezilwanyana zobuhlobo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Inkampani ya phesheya ayifanelanga ukwenza isicelo sokungenisa elizweni apha eMzantsi Afrika. Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama nezichumisi singenziwa kuphela yinkampani yasekhaya ebhalisiweyo, ummi waseMzantsi Afrika okanye umbutho osemthethweni obhalisiweyo apha eMzantsi Afrika.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama siqulethe:
Incwadi echazayo evela kumnini wobhaliso okanye ummeli otyunjiweyo. Ileta echazayo kufuneka iquke:
o igama lemveliso o inombolo yobhaliso xa imveliso sele ibhalisiwe o isizathu sokuthumela isicelo (ukuthi sisicelo esitsha, isicelo sokulungisa, isicelo sokubhalisa imveliso ezalwa lubhaliso olukhoyo)
o iileta zesivumelwano xa kufuneka imvume yominini wobhaliso (imvume yokubhalisa imveliso ezalwa lubhaliso olukhoyo okanye imvume yokusebenzisa igama lemveliso yenye inkampani kwileyibhile)
Thumela iifomu (iikopi ezimbini)zesicelo zezicelo ezintsha nezilungiso kubhaliso olukhoyo, kuquka neenguqu zokwakheka.
Zalisa ngokupheleleyo, ngaphandle kokubhekisa kwizicelo zexesha elidlulileyo, iinombolo zamaphepha okanye ezinye iimveliso (okungenani ikopi enye yeefomu zesicelo kufuneka ibe nentsayino yentsusa. Enye inokuba yikopi).
Iifomu zesicelo kufuneka zisayinwe ngumntu otyunjiweyo ngokusemthethweni yaye lona kunqweneleka kube ngumntu wenkampani onoqhagamshelwano noMbhalisi.
Igama nenombolo yobhaliso yemveliso kufuneka lisetyenziswe njengoko kuchaziwe kwisiqinisekiso sobhaliso. Nayiphi na inguqu egameni, nokuba incinci kangakanani, iya kuthathwa njengesilungiso.
o thumela iikopi ezimbini o nikela ngesiNgesi nesiBhulu. Akukho mfuneko yokuba iileyibhile zishicilelwe ngeelwimi ezimbini o kufuneka ibhalwe ngendlela ecacileyo nefundekayo, ngendlela echanekileyo o ungabhali iinombolo kwizilumkiso neziqapheliso o onke amanqaku akwileyibhile kufuneka ahambelane ngako konke nalawo akwifomu yesicelo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathatha iinyanga ezintathu kuya kwezine ukuba ukutya kwasefama nokutya kwezilwanyana zobuhlobo kubhaliswe.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
