IZiko le 10111 kunye naMapolisa afika Ngoko Nangoko
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
IZiko le 10111 kunye naMapolisa afika Ngoko Nangok
Ukuxela ubugebenga
Ukuxela umntu olahlekileyo
Ukunika ingxelo ngezenzo zobugebenga ungazichazang
Faka isaziso ngokubhubha
Amaziko okuNqanda uBugebenga e 08600 10 111
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukujongana nomthetho
Ukuxela ukuxhatshazwa okanye ukuphathwa kakubi kom
IZiko le 10111 kunye naMapolisa afika Ngoko Nangok
Amaziko e 10 111
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Eli liziko lokutsalela umnxeba lokuxela ngobugebenga elisebenza iiyure ezingama 24 (ifumaneka iiyure zonke), kwaye lisingatha izikhalazo zoluntu. Ungatsala umnxeba kwifowuni ye-telkom okanye kwiselulafowuni. Yonke iminxeba engena kweli ziko iyashicilelwa.
Qaphela: Cofa le nombolo kuphela kwiimeko zonxunguphalo nongxamiseko. Ungayenzi indlalo le nombolo kuba oko:
kuthintela iminxeba esuka kubantu abakwiimeko ezibeka ubomi babo emngciphekweni kwaye abadinga uncedo lwamapolisa kuchitha ixesha lamapolisa njengoko amapolisa kungafuneka aye ngenqwelo okanye ngenqwelontaka kuloo ndawo ekuthiwa kwenzeka kuyo ubugebenga kuyinkcitho yezinto eziyimfuneko njengoko amagosa engasiwa kwindawo engenanxunguphalo nangxamiseko.
Kwizikhalazo nje ezingephi kunye naxa ubuzisa ngokubanzi, tsalela umnxeba kwisikhululo samapolisa esikufuphi kuwe.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Tsalela umnxeba kwinombolo ethi 10 111 naphina eMzantsi Afrika.
Igosa eliphendula iminxeba liyaphendula, lize ke lithabathe yonke inkcazelo neenkcukacha eziyimfuneko
Inkcazelo ifakwa elugcinweni, uze ke unikwe inombolo yokubuzisa njengobungqina nokwenzela ukuba ubuzise ngayo kwixa elizayo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Zonke iifowuni ezingenayo ziphendulwa kwamsinyane kangangoko kunokwenzeka.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
