Ukuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sembuyekezo yokulimala okanye yokufumana i
Ukuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNgxowamali
Isicelo sokuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNg
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Imbuyekezo yengozi
Ukuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNgxowamali
Isicelo sokunika ingxelo malunga nesigulo esibangelwa ngumsebenzi kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
NgokoMthetho weMbuyekezo kuMenzakalo neZigulo eMsebenzini, ka-1993, abaqeshwa mabazixele zonke izigulo ezibangelwa ngumsebenzi kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
UMkhomishinari weMbuyekezo
Abaqeshi mabathumele noku kulandelayo:
o ingxelo yonyango yokuqala emalunga nesigulo esibangelwa ngumsebenzi (W.Cl.22)
o ibango lembuyekezo kwisigulo esibangelwa ngumsebenzi (W.Cl.14)
o iziphumo zovavanyo lwegazi, iziphumo zovavanyo lwesikhohlela, iziphumo ze-gesi, njl.njl.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
ISebe lezeMisebenzi
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
