Isicelo sokubhalisa isiza njengeziko lwezolimo ngenjongo yokuqokelela impahla yofuzo (genetic material)
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa intsimbi yeletele yokunombola
Isicelo sokunikezela intsimbi yokunombola nokuphaw
Izilwanyana nezinto zofuzo
Isicelo semvume yokuqokelela incindi yobudoda
Isicelo sokuhlaziya imvume yesilwanyana ngenjongo
Isicelo senkcazelo ngobume boMzantsi Afrika
Isicelo sobhaliso njengearhente yokungenisa elizwe
Isicelo sobhaliso njengombutho wohlobo lwezilwanya
Isicelo sokubhalisa isiza njengeziko lwezolimo nge
Isicelo sokuthumela ngaphandle kwelizwe izilwanyan
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ukuphucula izilwanyana kunye nemfuyo
Isicelo sokubhalisa isiza njengeziko lwezolimo nge
Isicelo sokubhalisa isiza njengeziko lwezolimo ngenjongo yokuqokelela impahla yofuzo (genetic material)
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Isiza apho impahla yofuzo (genetic material) iqokelelwa, ihlolwe, ihlelwe, ipakwe, ifakwe iileyibhile, igcinwe yaye ithengiswe khona, singabhaliswa njengeziko xa:
amalungiselelo amiselweyo efumaneka kwisiza esinjalo imisebenzi yobuchwepheshe kwisiza esinjalo, efana nonakekelo lwezilwanyana ezigcinwe apho, ukuqokelela, ukuhlola, ukuhlela, ukupakisha, ukwenza iileyibhile nogcino lwempahla yofuzo, ilawulwa nokongamelwa ngumntu owanelisa iimfuno ezimiselweyo isizasisanelisa ezinye iimfuno ezingamiselwa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Izicelo ezingazaliswanga ngokupheleleyo ziya kuphindiswa kumenzi wesicelo yaye akukho xanduva luya kwamkelwa malunga nakuphi na ukuphazamiseka okunokwenzeka.
Intlawulo yesicelo ingahlawulwa kwi-akhawunti elandelayo yebhanki:
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Alikho ixesha elibekiweyo malunga nale nkonzo, kwezinye iimeko iqala ngokwamkelwa kwezincwangciso phambi kokuba kumiswe izakhiwo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
