Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa (i-PAYE)
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa iPAYE
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa iPAYE
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa (i-PAYE)
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
I-SITE luhlobo lwerhafu yomqeshwa ebandakanyeka kuphela kwintlawulo yomvuzo osalayo emva kokuxhuzulwa kwento yonke ukuya kufikelela kwi R60 000. I-SITE iqulungqwa ekupheleni kwethuba lerhafu, kwaye ingamela kuphela inxenye yerhafu yomqeshwa apha enyakeni.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Iinkampani nenkampani zabantu abambalwa zabucala (closed corporations) ezingabhaliswanga njengangoku kwi-SARS ukulungiselela irhafu yabaqeshwa, kufuneka zibhalise kwangexesha ukuze zihlawule irhafu yabaqeshwa kwabo baqeshwa bakulungeleyo oku.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
