Isicelo sokubhalisa umtshato wesiko lesiqhelo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukutshata phantsi komthetho wesiko lesiqhelo
Isicelo sokubhalisa umtshato wesiko lesiqhelo
Ukubonisana nommeli weentsapho
Isicelo sokuvunywa kwemanyano yesiko lesiqhelo
Ukutshata phantsi komthetho wesiko lesiqhelo
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ubudlelwane kunye nobume beemvakalelo zesondo
Ukutshata
Isicelo sokubhalisa umtshato wesiko lesiqhelo
Isicelo sokubhalisa umtshato wesiko lesiqhelo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Umtshato wesiko lesiqhelo ungabhaliswa ngokoMthetho wokuVunywa kweMitshato yeSiko leSiqhelo (Recognition of Customary Marriages Act, 1998). Akukhathaliseki nokuba wawutshate ninina. Kwiimeko apho omnye omlingane ebhubhile, lo mlingane usaphilayo angawubhalisa lo mtshato. Ubhaliso lungenziwa kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya. Kufuneka kubekho amangqina amabini akwaziyo nanegunya lokungqina.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Abatshati kunye namangqina kufuneka bakhuphe iincwadi ezisebenzisekayo zezazisi.
Hambisa ubungqina bothetha-thethwano ngomtshato (ukuba oko kunokwenzeka).
Kwiimeko apho ugxa oyindoda kumtshato wesiko lesiqhelo enqwenela ukungenela omnye umtshato wesiko lesiqhelo, kufuneka anxulumane neNkundla ePhakamileyo ukuze afumane umyalelo oyakugqalisela inkqubo yakhe yempahla nezinto zasemtshatweni.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isatifiketi somtshato esifinyeziweyo: Sikhutshwa kwangoko.
Isatifiketi somtshato esingafinyezwanga: Sithabatha iiveki ezi 6 ukuya kwezisi 8.
Entla
Iindleko
Isatifiketi somtshato esifinyeziweyo: R11
Isatifiketi somtshato esingafinyezwanga: R53
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
