Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Isicelo sokuguqula isini
Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnom
Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Isicelo sokuphinda unikwe incwadi yesazisi
Isicelo sokuphinda ubengummi waseMzantsi Afrika
Isicelo sokuguqula iifani zabantwana
Isicelo sokwamkelwa njengommi emva kokuhlala ixesh
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ubumi
Isicelo sokulungisa iinkcukacha eziphazamekileyo kwincwadi yakho yesazisi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Iimpazamo ezidla ngokufunyanwa kwiincwadi zezazisi, kwaye umenzi-sicelo anganqwenela ukuzilungisisa, zibandakanya ezi zilandelayo:
igama elingachanekanga kunye nefani okanye ifani engachanekanga ifoto engeyiyo i-adresi engachanekanga umhla wokuzalwa ongachanekanga isini (ukubayindoda okanye owasetyhini) esingesiso.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Khupha ubungqina benkcazelo echanekileyo, umzekelo, isatifiketi sokuzalwa, isatifiketi sokuphehlelelwa, incwadi yesikolo okanye isatifiketi sokubeleka.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Le nkonzo ingathabatha iiveki ezi 4 ukuya kwezi 6.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
