Isicelo sokunyusa umrhumo wokurhafela impahla nezinto ezingena eMzantsi Afrika
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sesaphulelo semali nokubuyiselwa imali kum
Isicelo sokunyusa umrhumo wokurhafela impahla nezi
Isicelo sokuthoba imirhumo yokurhafela impahla nez
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zokungenisa impahla nezinto kweli lizwe k
Ukulungisa umrhumo wokurhafela impahla nezinto ezi
Isicelo sokunyusa umrhumo wokurhafela impahla nezi
Isicelo sokunyusa umrhumo wokurhafela impahla nezinto ezingena eMzantsi Afrika
Inkcazelo
Into ekujoliswe kuyo ngokubanzi kwixesha elide elizayo kukuthoba imirhumo yokurhafela impahla nezinto ezingena kweli, kodwa kunyuswe imirhumo engephi kwiimveliso ezichaziweyo phantsi kweemeko ezikhethekileyo nezizodwa. Ukunyuswa komrhumo kuqwalaselwa ngokuxhaswayo kuphela xangaba oko kunyuswa kuyakwenza igalelo kuphuhliso lwamashishini ngokuhambisana neenjongo zelizwe zoqoqosho.
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Esi sicelo sithabatha iinyanga ezine ukuya kwezilishumi elinesibini ukuze siqhubekiswe.
Iindleko
Iindleko zixhomekeka kuhlobo lwemveliso okanye lwempahla nezinto ekubandakanyeka kuzo inkonzo.
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
