Isicelo sokuguqula iifani zabantwana
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Isicelo sokuguqula isini
Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnom
Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Isicelo sokuphinda unikwe incwadi yesazisi
Isicelo sokuphinda ubengummi waseMzantsi Afrika
Isicelo sokuguqula iifani zabantwana
Isicelo sokwamkelwa njengommi emva kokuhlala ixesh
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ubumi
Isicelo sokuguqula iifani zabantwana
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
lo mntwana wazalelwa ngaphandle komtshato kwaye umama wakhe utshate omnye umntu ongenguye uyise ozele lo mntwana umtshato notata womntwana uchithiwe ngokoqhawulo lomtshato (ngokwedivosi) okanye ngenxa yokubhubha, kwaye umama uphinde watshata njengomhlolokazi okanye umntu oqhawule umtshato, umama wakhe ubuyele kwifani yaphambi komtshato okanye kwifani yomtshato wangaphambili ukuzalwa komntwana owazalelwa ngaphandle komtshato kubhaliswe phantsi kwefani yotata wakhe omzeleyo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Veza imvume ebhaliweyo evela kulo myeni umntwana azakusebenzisa ifani yakhe.
Ukuze kuguqulwe (apho kubandakanyeka khona), iyafuneka imvume ebhaliweyo evela kubazali bobabini, ndawonye nezizathu ezaneleyo, ezibhaliweyo.
Iyafuneka imvume ebhaliweyo yotata ozele lo mntwana, ngaphandle kokuba isuselwe ecaleni yinkundla enamandla negunya lokwenza njalo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Izicelo zingathabatha iiveki ezi 4 ukuya kwezi 6.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
