Isicelo semvume yeentshukumo zonke ezinxulumene Isicelo semvume yeentshukumo zonke ezinxulumene
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukuvavanya imbewu ngeenjongo zesikhalazo nempikisw
Isicelo samalungelo okumilisa izityalo
Isicelo sokuqonda udidi lwesityalo
Isicelo semvume yeentshukumo zonke ezinxulumene
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo semvume yeentshukumo zonke ezinxulumene
Isicelo semvume yeentshukumo zonke ezinxulumene nezinto eziphilayo eziguqulwe ngokwemfuzo apha eMzantsi Afrika
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Misela ukuba loluphi ugunyaziso olufunayo yaye uzalise ifomu efanelekileyo.
Qaphela izinto ezifuneka kuqala malunga nezicelo ezithile:
o ukhululo olubanzi lwezicelo kufuneka lwandulelwe ngokuphumeza iinkqubo kwimekobume yendalo yaseMzantsi Afrika kwithuba lamaxesha amathathu okulima o izicelo zokuqhubeka ngenkqu ziya kwamkelwa kuphela xa inkqubo ibigunyazisiwe kwixesha elidlulileyo.
Thumela isicelo kunye nenani elimiselweyo lweekopi kuMbhalisi wee-GMO.
Thumela ikopi eyongezelelweyo yesicelo, engaqulathanga ulwazi oluyimfihlo lwezoshishino, kuMbhalisi wee-GMO.
Hlawula intlawuliso emiselweyo (ihlaziywa unyaka nonyaka).
Thumela ingxelo yeenkqubo eziqhutywe kwixesha elidlulileyo (xa kufanelekile).
Thumela ubungqina bezaziso zikawonkewonke (xa kufanelekile).
Abenzi bezicelo kufuneka basebenzise izikhokelo ezilandelayo:
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
IKomiti eCebisayo ihlola i-data yenzululwazi ethunyelwe nesicelo yaye yenza iinkuthazo malunga nokhuseleko lwenkqubo ecetywayo kwiBhunga lokuPhumeza.
UMbhalisi ufumana iminikelo yesizwe (kawonkewonke) ngethuba elivunyelweyo.
IBhunga lokuPhumeza lenza isigqibo malunga nesicelo, liqwalasela isicelo, iinkuthazo zeKomiti eCebisayo, iminikelo kawonkewonke neziphumo ezinokuba khona kumacandelo afana nelezolimo, elezempilo, elezemekobume, elezabasebenzi, elezorhwebo nelezenzululwazi nophuhliso lweteknoloji.
Ukuba isigqibo seBhunga lokuPhumeza kusesivumayo, uMbhalisi ugunyazisa ukukhutshwa kwemvume.
UMbhalisi ukhupha imvume efanelekileyo.
Zonke iimvume zikhatshwa yimiqathango yeziqulathi (ukuphatha).
Abahloli abavela kwiSebe lezoLimo baqaphela ngononophelo ukuphunyezwa kwemiqathango yemvume.
Entla
Iindleko
Ukukhulula ulingo
Ukukhulula ngokubanzi nentengiso
Intlawulo engqalileyo ne- 15% yentlawuliso yenkqubo
Isibheno
Ukukhawulezisa
Ubhaliso lwamalungiselelo
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
