Isicelo soMhlaba weZolimo woMbuso
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo soMhlaba weZolimo woMbuso
Uqeqesho kwiindlela nobuchule bokucazulula imbewu
Isicelo sokubhalisa umhlaba wokufuya iinyathi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo soMhlaba weZolimo woMbuso
Isicelo soMhlaba weZolimo woMbuso
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
UMhlaba weZolimo oleleyo woMbuso uyaqeshiswa ngeenjongo zolimo ngokunika okanye ngokunganiki ithuba lokukhetha ukuwuthenga, kuxhomekeke kubume balo mhlaba (ngaba kukho isibango na kulo mhlaba). Izivumelwano zokuqeshisa ezinika ithuba lokuthenga ziyahlaziyeka qho emva kweminyaka emithathu.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Xa umhlaba wezolimo woMbuso ulungele ukuqeshiswa, iSebe leZolimo liyazisa ngawo ngokuwu-advethayiza ngokwezaziso kwiindawo ezibonakala kakuhle kwingingqi, ezifana nee-ofisi zoomantyi, izikhululo zamapolisa nakumaphephandaba.
Yenza isicelo kulo mntu uxelwe kwisaziso.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
UManejala oMkhulu wokuHlaliswa kwaMafama kwiSebe lelizwe leZolimo uhambisa incwadi yokuqasha impahla ye-FALA yakube ivunyiwe nguMphathiswa weZolimo neMihlaba.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
