Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa izityalo ezibulalala iintsholo
Isicelo sokuhlaziya ukubhalisa izityalo ezibulalal
Yenza isicelo sokuvuselela okanye sokucima ukubhal
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama okanye ukutya
Isicelo sokubhalisa amayeza ezolimo
Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyez
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Inkampani yelizwe laphesheya ayinakwenza sicelo sokubhalisa eMzantsi Afrika. Isicelo sokubhalisa ukutya kwemfuyo yasefama kunye nezichumisi singenziwa kuphela yinkampani ebhaliswe kweli lizwe, ummi weRiphabhlikhi yaseMzantsi Afrika, okanye iqumrhu elisemthethweni elibhaliswe eMzantsi Afrika.
Ubhaliso luyakwenziwa xa ngaba ngexesha lokubhaliswa kwenzeka ezi zinto zilandelayo:
izinto eziqulathwe sisichumisi esibandakanyekayo azohlukanga kweziya sele zibhalisiwe iinkcukacha kunye namagama asetyenzisiweyo avunyiweyo wemibhalo yokuphawula okuqulathiweyo okanye inkonkxa akayi kutshintshwa ngaphandle kokuba kuqale kufunyanwe imvume ebhaliweyo esuka kuMphathi woBhaliso (Registrar)
imiqathango ebekwe ngexesha lobhaliso iyalandelwa ubhaliso aluyi kugqithiselwa ubungakanani beebhegi neenkonkxa abunakuguqulwa ngaphandle kokuba kuqale kufunyanwe imvume ebhaliweyo esuka kuMphathi woBhaliso.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Isicelo sokubhaliswa kokutya kwemfuyo yasefama kunye nezichumisi siqulathe ezi zinto zilandelayo incwadi yangaphezulu esuka kumntu obhalisileyo okanye ummeli otyunjiweyo. Incwadi yangaphezulu kufuneka ibandakanye ezi zinto zilandelayo:
o igama lemveliso o inombolo yobhaliso ukubangaba imveliso seyibhalisiwe o isizathu sokufaka isicelo (nokuba sisicelo esitsha, isicelo sokulungisa, isicelo sokubhalisa ufakelo ekuthiwa yi-daughter registration)
o iincwadi zokuvuma ukubangaba kufuneka imvume ephuma kumntu obhalisileyo (imvume yokubhalisa ufakelo ekuthiwa yi-daughter registration okanye imvume yokusebenzisa igama lemveliso yenye inkampani kumbhalo wokuphawula okuqulathiweyo)
Umntu otyunjwe ngokwasemthethweni, ekufuneka ngokukhethekayo abengumntu wonxulumano loMphathi woBhaliso kwinkampani, makasayine iifom zesicelo.
Igama nenombolo yobhaliso yemveliso mayisetyenziswe njengoko kungqaliwe kwisatifiketi sobhaliso. Naluphina utshintsho kwigama, nokuba luncinane kangakanani na, luyakuthathwa ngokuba sisilungiso.
Imibhalo engekagqitywa (eyidrafti) yokuphawula okuqulathiweyo:
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ubhaliso lwesichumisi lungathabatha iinyanga ezintathu ukuya kwezine.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
