






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ubomi & Nosapho > Umtshato/Ukwaphulwa Komtshato > Ukufaka Isicelo Sesiqinisekiso Somtshato

Ukufaka Isicelo Sesiqinisekiso Somtshato




INKCAZELO:

Xa utshata, unikwa isiqinisekiso somtshato esingahlawulelwayo. Ukuba ufuna ukufumana esinye isiqinisekiso somtshato ngosuku olusezayo, kufuneka:
* Kufuneka ugcwalise iphetshana lesicelo u-BI-130
* Ulifake kwi-ofisi ekufutshane nawe yeSebe Lemicimbi yeKhaya
* Unikezele intlawulo.
Isiqinisekiso esifinyeziweyo siza kunikezelwa kwangaloo mhla wesicelo. Isicelo sesiqinisekiso esipheleleyo sithatha phakathi kweeveki ezintandathu nezisibhozo ukuphunyezwa.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Ii-Ofisi zeMicimbi yeKhaya


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)


IXABISO:

Yi-R7 isiqinisekiso esifinyeziweyo. Yi-R40 isiqinisekiso esipheleleyo.




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukufumana Imvume Yokuba Utshate Xa Ungaphantsi Kobudala Obuvumelekileyo (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uDisemba 2003



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





