






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ubomi & Nosapho > Ukuzazisa, Ukufudukela Kweli Kommi Welinye Ilizwe & Nobumi > Ukufumana, Ukulahlekelwa Nokuphinda Ufumane Ubumi

Ukufumana, Ukulahlekelwa Nokuphinda Ufumane Ubumi




INKCAZELO:

Abemi boMzantsi Afrika banamalungelo athile abathi abo bangengobemi beli bangabi nawo. Umzekelo, ilungelo:
* lokuvota
* lokunikwa incwadana yokundwendwela
* lokubuyela eMzantsi Afrika emva kokuhlala kwenye indawo.

Abantu abangengobemi kufuneka befumene imvume yokungena eMzantsi Afrika. Ukuba bafuna ukuhlala, kusafuneka futhi bafumane imvume yoko.
Ubumi bunokufunyanwa okanye bulahleke. Yaye abantu ababesakuba ngabemi bangaphinda babufumane ubumi babo belizwe.


IMIYALELO:

Isebe LemiCimbi Yekhaya lingakunceda:
* ngokufumana ubumi bobuzwe bakho
* ngokuba ngummi (ngokwendalo)
* ukuphinda uzuze ubumi belizwe
* ukulahla ubumi belizwe
* ngokuba ngummi wamazwe amabini.
Ukufumana iinkcukacha ezithe vetshe ngezi nkonzo, ndwendwela I-website yeSebe Lemicimbi Yekhaya.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Ii-Ofisi zeMicimbi yeKhaya


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ucingo lweSebe Lemicimbi yezeKhaya (IiNkonzo)
* Ukufamana Incwadana yesazisi (IiNkonzo)
* Ucingo Lwemibuzo Ephathelene noMthetho Wokufudukela Kweli ka-2002 (IiNkonzo)
* Immigration Act, 13 of 2002 (UMthetho) (File type: pdf; size: 2.2 MB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* South African Citizenship Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uDisemba 2003



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





