Isicelo sokubhalisela ukubangumthumeli wempahla kumazwe angaphandle
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela ukubuyiselwa imali
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Le fom yesicelo kufuneka igcwaliswe ngumenzi-sicelo, hayi umntu wesithathu.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Nceda ubhekise kwisikhokelo sesicelo ukuze sikuncede ngenkqubo yelayisensi.
o khangela ibhokisi yokuhlola yomthumeli wempahla nezinto ezithile kumazwe angaphandle, phantsi kobhaliso.
Igama lomenzi-sicelo okanye igama lobhaliso lweshishini, hayi igama lorhwebo, kufuneka liboniswe kweli candelo.
Apho kubonakala khona inkwenkwezana ekuthiwa yi-asterisk (*), susa nawuphina umba ofaneleke njalo.
Kwicandelo le Declaration (Isibhengezo), faka oku kulandelayo:
o oonobumba bamagama okuqala kunye nefani yomntu owenza isicelo sokunikwa ilayisensi o isikhundla somntu owenza isicelo, umzekelo, uMqondisi, uManejala, uMnikazi o umntu owenza isicelo kufuneka atyikitye (asayine) ifom yesicelo o umhla esisayinwe ngawo esi sicelo o indawo esisayinelwe kuyo esi sicelo.
Faka iikopi eziluqobo lwazo okanye eziqinisekisiweyo zale miqulu ilandelayo:
o isatifiketi sobhaliso lweshishini njengoko sikhutshwe nguMphathi woBhaliso lweeNkampani okanye iNqununu yeNkundla ePhezulu kwimeko yeQumrhu lokuGcina ngeNtembeko o isindululo okanye imvume okanye elinye igunya elibandakanyekayo o iphepha lemvume (ipemethe) yeSebe lezoRhwebo naMashishini, ukuba iyabandakanyeka o iindlela zokubala ukubangaba wenza isicelo phantsi komba wokubuyiselwa imali ku 607.04.10 , 607.04.10 , 607.04.10 naku 607.04.10 
o iincwadi zezazisi xa umntu enguMmi waseMzantsi Afrika okanye iincwadi zepaspoti xa umntu engahlali kweli lizwe:
umntu ubuqu bakhe oogxa bentsebenziswano kwiqumrhu elingavulelekanga nakwiqumrhu lokugcina ngentembeko - onke amalungu okanye oogxa bentsebenziswano okanye amalungu aphathiswe iqumrhu ngentembeko inkampani - bonke abaqondisi, kubandakanywa uMqondisi oLawulayo kunye noMqondisi weZemali.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
