






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ushishino & Noqoqosho > Utyalo-mali > Ulwazi Kubantu Abafuna Ukurhweba

Ulwazi Kubantu Abafuna Ukurhweba




INKCAZELO:

Isebe lezeNtengiso noShishino libonelela ngolwazi oluneenkcukacha kwikhompyutha kubantu abafuna ukurhweba noMzantsi Afrika.

Oku kuquka ulwazi ukuba:
* Kutheni kufuneka kurhwetyiwe noMzantsi Afrika
* Imithetho Elawula Urhwebo
* Ukuhlala Nokusebenza eMzantsi Afrika
* Ukwenza Ushishino eMzantsi Afrika
* Amanyathelo Enkuthazo.

I-Wesgro ibonelela ngolwazi kubantu abanomdla ekurhwebeni neNtshona Koloni. Olu lwazi luquka ukujongwa nolwazi oluneenkcukacha nge:
* Uqoqosho lweNtshona Koloni
* Amathuba OrhweboAmacandelo Oshishino
* Indawo Yokushishina yeNtshona Koloni.



IMIYALELO:

Ukufumana ulwazi olulolunye, qhagamshelana neSebe leNtengiso Noshishino
Private Bag X84, Pretoria, 0001
Tel: 0861 843 384 or +27 (11) 254 9405 for international callers.
Fax: 0861 843 888 or +27 (11) 254 9406 for international callers.
contactus@thedti.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:


* Isebe Leentengiso Norhwebo (The Government of South Africa)
* IQumrhu loPhuhliso loRhwebo neNtengiso yeNtshona Koloni (iWESGRO)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Iziko Labarhwebi Ekutsalelwa Kulo Iminxeba (IiNkonzo)
* Investors' Handbook (Izikhokelo/Incwadi yezikhokelo/Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uMeyi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





