






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezokuzonwabisa & Nezemidlalo > Ungcakazo > Ukungcakaza Ngenkathalo

Ukungcakaza Ngenkathalo




INKCAZELO:

Ukungcakaza yinto yamaxesha obumnandi nokuzonwabisa - kodwa ke abanye baphela bezinikela ze bangakwazi nokuphuma ekungcakazeni.Esona siphumo sibi sokungcakaza kukulahlekelwa yimali. Ukuba ubani unengxaki yokungcakaza yaye ulahlekelwa yimali eninzi kakhulu ngenxa yalo mkhwa, oku kunokukhokelela ekuntyumpa-ntyumpekeni, ekulahlekelweni yimpahla, ukuphelelwa tu yimali, ubuqhetseba, ubusela, ukuphelelwa ngumsebenzi okanye ukungaqhubi kakuhle emsebenzini, ukungazinzi kwengqondo, ze ekugqibeleni ibe kukuzibulala.


IMIYALELO:

Ukuba unexhala lokuba mhlawumbi unokuba unengxaki yokungcakaza, zama ukugcwalisa iphetshana elikwi-internet lokuzijongisisa.

Ukuba ufuna olunye ulwazi, qhagamshelana ne-National Responsible Gaming kule nombolo Yomnxeba Ingahlawulelwayo Yoncedo: 0800 006 008, okanye ukuba ukhetha ukuthumela incwadana yembalelwano nge-email, nantsi idilesi onokuyithumela kuyo:counsellor@responsiblegaming.co.za.
Zikwakho neenkonzo zoncedo neengcebiso kubantu abanengxaki yokungcakaza.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

IBhodii yoNgcakazo yoMzantsi Afrika





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* The Promotion of Responsible Gambling in South Africa (Iingxelo noPhando) (File type: pdf) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Summary Report on Responsible Gambling in the Western Cape: Main Findings & Comparisons (Iingxelo noPhando) (File type: doc) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Responsible Gaming Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* National Gambling Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uJulayi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





