Isicelo sokubhalisa njengomnikazi-fektri
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela ukubuyiselwa imali
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo sokubhalisa njengomnikazi-fektri eyenza izinto ezithile phantsi kwe-AGOA
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Le fom yesicelo kufuneka igcwaliswe ngumenzi-sicelo, hayi umntu wesithathu, kungenjalo isicelo asiyi kuqwalaselwa.
Nceda ubhekise kwisikhokelo sesicelo ukuze sikuncede ngenkqubo yelayisensi.
o igama lokurhweba leshishini lakho o indawo elimi kuyo elishishini (umzekelo: Plot 10)
o igama lesitalato kunye nenombolo yeshishini o ummandla wedolophu elimi kuwo ishishini o isixeko okanye idolophu elimi kuyo ishishini; kunye o nekhowudi yesitalato sommandla wedolophu elimi kuwo ishishini.
Icandelo elithi Authority to Apply (Igunya lokwenza isicelo) maligcwaliswe ngumnikazi-shishini ozimele yedwa, umqondisi, oogxa bentsebenziswano, ilungu, ilungu eliphathiswe iqumrhu ngentembeko, okanye umntu ophethe ishishini xa usenza isicelo sokubhalisela ukubangumnikazi-fektri ochongekileyo malunga nemirhumo yempahla engena elizweni kunye nerhafu yempahla nezinto kunye neelayisensi ezithile phantsi kwe-AGOA .
Igama lomenzi-sicelo okanye igama lobhaliso lweshishini, hayi igama lorhwebo, kufuneka liboniswe kweli candela.
o apho kubonakala khona inkwenkwezana ekuthiwa yi-asterisk (*), susa nayiphina efaneleke njalo.
Kwicandelo le Declaration (ISibhengezo), faka oku kulandelayo:
o oonobumba bamagama okuqala kunye nefani yomntu owenza isicelo sokunikwa ilayisensi o isikhundla somntu owenza isicelo, umzekelo, uMqondisi, uManejala, uMnikazi o lo mntu wenza isicelo kufuneka atyikitye (asayine) ifom yesicelo o umhla esisayinwe ngawo esi sicelo o indawo esisayinelwe kuyo esi sicelo.
Faka kwifom yesicelo iikopi eziluqobo lwazo okanye eziqinisekisiweyo zale miqulu ilandelayo:
o isatifiketi sobhaliso lweshishini njengoko sikhutshwe nguMphathi woBhaliso lweeNkampani okanye iNqununu yeNkundla ePhezulu kwimeko yeQumrhu lokuGcina ngeNtembeko.
o isindululo okanye imvume okanye elinye igunya elibandakanyekayo.
o iincwadi zezazisi xa umntu engummi waseMzantsi Afrika
Yomntu ongahlali kweli lizwe iqumrhu elingavulelekanga kunye nequmrhu lokugcina ngentembeko - onke amalungu, ogxa bentsebenziswano okanye amalungu aphathiswe iqumrhu ngentembeko inkampani - bonke abaqondisi, kubandakanywa umqondisi olawulayo kunye nomqondisi wezemali.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha liqingqwayo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
