






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Iinkonzo Zoluntu > Abantwana & Neentsapho > Ukubhalisa Ukudluliselwa Komntwana Kubazali Abatsha

Ukubhalisa Ukudluliselwa Komntwana Kubazali Abatsha




INKCAZELO:

Zonke izenzo zokudluliselwa komntwana kubanye abazali kufuneka zigcinwe kuvimba wokuzalwa kwabantwana ukuba abazali abafaka isicelo sokunikwa umntwana bayacela.


IMIYALELO:

Ukwenza oku, kufuneka ungenise isicelo esibhaliweyo kuyo nayiphi na iofisi yesithili yeSebe Lemicimbi Yekhaya, esikhatshwa yikopi eqinisekisiweyo yomyalelo wokudluliselwa komntwana kubazali abatsha.
Ukuba umyalelo wokudluliselwa komntwana unikezela ngegunya lokutshintshwa kwefani yomntwana ibe yileyo yabazali abatsha, oku kuya kwenziwa simahla.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Ii-Ofisi zeMicimbi yeKhaya


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)


IXABISO:

Intlawulo: R 40




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukubhalisa Ukuzalwa Komntwana Wakho (IiNkonzo)
* Adopting a Child (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Adoption Matters Act, 56 of 1998 (UMthetho) (File type: pdf) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uMeyi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





