






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ubomi & Nosapho > Ukufa > Ukubhalisa Ukusweleka

Ukubhalisa Ukusweleka




INKCAZELO:

Xa umntu esweleka, usapho kufuneka lukuxele oko kusweleka kuMphathi weofisi Yokuzalwa Nokusweleka. Kufuneka bakwenze oku emva nje kokuba usapho lufumene isiqinisekiso sokusweleka kugqirha.


IMIYALELO:

Ukubhalisa ukusweleka kufuneka ufumane isiqinisekiso sesizathu sokusweleka kugqirha. Emva koko umngcwabi kufuneka egcwalise amacandelo athile kweli phetshana lesicelo. Okokugqibela iphetshana eli kufuneka lifakwe kweyona Ofisi ikufutshane yeSebe lezeKhaya. Ngeenkcukacha ezithe vetshe ngokuba ungakubhalisa njani ukusweleka ndwendwela i-Department of Home Affairs website.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Ii-Ofisi zeMicimbi yeKhaya


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Births and Deaths Registration Amendment Act, 67 of 1997 (UMthetho) (File type: pdf) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Ukufumana iPhetshana Elisisiqinisekiso Sokusweleka (IiNkonzo)
* City of Cape Town Cemeteries, Funeral Parlours and Crematoria (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uDisemba 2003



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





