






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Izithuthi Zabantu Abaneemfuno Ezizodwa > Iinkcukacha Zezothutho Ngabo Bangevayo

Iinkcukacha Zezothutho Ngabo Bangevayo




INKCAZELO:

UMaspala waseKapa waseka iNkonzo yeZothutho loLuntu elungiselelwe izithulu. Oku kujika abantu ananengxaki yokungeva kakuhle ngeendlebe ukuba bafumane iinkcukacha malunga nezothutho, umzekelo: amaxesha okuhamba kweebhasi, iindlela ezihamba ngazo kwakunye nezikhululo eziya kuzo, oko bekufumana ngokutsalela kwiminxeba yakwaTelkom kusetyenziswa isixhobo esincedisa ukumamela ekuthiwa yiTeldem. Ezi nkcukacha zifumaneka ngawo onke amaxa (iiyure ezingama-24 ngosuku) ngeentsuku zonke (iintsuku ezisi-7 ngeveki).


IMIYALELO:

Ukusebenzisa le nkonzo dibana neZiko leNgcaciso lakwaMetropolitan Transport kule nombolo, 0800 65 64 63 okanye ugcwalise iphetshana lesicelo elifumaneka kwikhompyutha

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isixeko saseKapa





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Integrated Provincial Disability Strategy (IPDS) (Umgaqo-nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Iinkonzo Zokuva Nokuthetha (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





